City Vision Khayelitsha | Mfuleni - 5 December 2019

Page 1

KILI INC ATTORNEYS Ÿ Ÿ Ÿ Ÿ Ÿ

Ÿ Ÿ Ÿ Ÿ

KHAYELITSHA | MFULENI

Thursday, 5 December 2019 | Tel: 021 910 6500 | Fax: 021 910 6501 | Email: news@cityvision.co.za

iIiloli zikamasipala zilayishe iimpahla zabantu abasuka kumatyotymbe ooBM eSite B zikhokhelwe ngamapolisa esixeko saseKapa. IMIFANEKISO: UNATHI OBOSE

Abahlali abalugcwabevu ngumsindo bavalele iiloli zikamasipala ngaphandle ngelithintela abantu bakoo BM.

IINKONZO: EMVA KWEMINYA YENTSOKOLO...

Bafumene izindlu zabo UNATHI OBOSE

Z

ide zagoba uphondo iinkokheli nabahlali baseMfuleni emva kokuzama ukuthintela iqela labahlali abasuka kwindawo yamatyotyombe ooBM, eSite B, ukuba bangene kwizindlu ezintsha zethutyana ngaseBosasa. Lo qulukubhode uqale ngethuba iqela labantu abasuka koo BM ligaleleka kwezi zindlu ngentsasa yangoLwesihlanu umhla wama 29 kweye Nkanga. Bafike iqela labahlali baseMfuleni libalinde okwezangxa zilindele ukuhlasela utshaba ngelithi abasayi kungena kwezi zindlu ngaphandle kwemvume yabo. Baye bavala iingcango ngelithintela iqela

elivela kooBM ukuba lothule lifake impahla yalo kwezi zindlu. Ukanti kuye kwanyanzeleka ukuba kungenelele amapolisa kamasipala ukuzama ukugcina ucwangco. Phakathi kokunye iinkokheli zaseMfuleni bezikhalazela zikwatyhola iSixeko saseKapa ngokungazazisi ukuba kukho abantu abatsha abazakuhlala kweza zindlu ngelixa nabo belindele ukufumana izindlu. U-Nkokheli Ncambela, nongomnye weenkokheli zokuhlala, uthe baye bafikelela esivumelanweni kunye nabaphathi beSixeko saseKapa ukuba babayeke aba bantu bangene bahlale. “SiSixeko saseKapa esi sisiphixanisayo ngoba khange sisazise thina zinkokheli za-

Appliance Spares, Plumbing and Electrical Supplies

Total Garage Merrydale Str Portlands Mitchell’s Plain (opp Sport Centre)

+ 4 x LED bulbs

Limite d offer Wh

ile sto cks la st

3 x 1L light switches

+

1 x pvc bulkhead

3 x 4x4 double plug socket

ENTIRE COMBO FOR A LOW LOW PRICE OF

3 x pvc batton holders

+ +

BLACK Prepaid Electricity Sub Meter

*Tamper Proof *Ideal for flats *Wendy House *Seperate Entrance, Etc

R349

95

R69

1 x 8way surface or flush db 1 x 10A circuit breaker 2 x 20A circuit breakers 1 x 32A circuit breaker 1 x 63A mains

1 x earth leakage 3 x double plug sockets 3 x 1L light switches 1 x PVC bulkhead 3 x PVC batton holders 4 x LED bulbs

abantu ebesele kuqinisekisiwe ukuba bazakuza eBosasa amalungu eSixeko saseKapa aye athatha kwezinye iingingqi kuquka koo S nako TR ukuzama ukugcwalisa inanani labantu abasuka kooBM. Ukanti onguceba kuwadi 89 eSite B, noquka ooBM, uMonde Nqulwana uthe ingxaki ibiphakathi kwabaphathi beSixeko saseKapa kunye nabantu baseMfuleni bona bebengachaphazeleki. “Bekufanele ukuba kudala abantu bathutha koko babebanjezelwe siSixeko. Bonke aba bantu bathuthayo ngabantu ababetshelwa ziihoki zabo ngomnyaka ka 2012 kweyoMnga,” ucacise watsho uNqulwana, wagxininisa ukuba bonke abantu ebabebhalisele ukuya eBosasa bayahamba.

DEALS CONTINUE!! 10W led flood Lights

1 x 8way surface or flush db INCLUDES:

seMfuleni ukuba kuza kubakhona abantu abalindeleke ukuba bazokuhlala apha. Ngoku xa ngaba abahlali bebona kukho iiloli ezithwele iimpahla ezingenayo bayothuka nabo bafuna ukungena ngenkani,” utshilo uNcambela. Woleke ngelithi baye banentlanganiso ekhawulezileyo nalapho baye bavumelana ukuba kuza kubakhona inani elithile labantu abasuka kwakwinginqi ezithile ezikwaphaya eMfuleni abazongena kwezinye zezindlu. “Ngokwalomzuzu ngabantu abali 180 abasuka kwingingqi zaseMfuleni. Ze ibe ngabantu abali 150 abasuka kooBM eSite B,” uthethe watsho. Wongeza ngelithi ngenxa yokuba bengakhange bavume bonke ukuza

95

6 inch PVC bowl and gallery

LL Pan & Cistern

EXCLUDES BULB 95

R29

Instant shower

R69995 Bantam Basin

R359 95

Vanity Bathroom basin & cabinet

Single sink and cabinet

R119995

R189 95

R1399 95

PRICES VALID WHILE STOCKS LAST • E&OE • Pictures may differ from actual product advertised • LARGE RANGE OF PLUMBING, SPARES & SPECIALIST PLUMBING ACCESSORIES TO MAKE YOUR JOB EASIER


Turn static files into dynamic content formats.

Create a flipbook
Issuu converts static files into: digital portfolios, online yearbooks, online catalogs, digital photo albums and more. Sign up and create your flipbook.
City Vision Khayelitsha | Mfuleni - 5 December 2019 by City Vision - Issuu