1 minute read

HUMAN CAPITAL DEVELOPMENT

Gavlin Darries was a PAY intern. On completion of his internship he was awarded a bursary to study BAgric at Elsenburg College. He furthered his studies and completed a Master’s in Sustainable Agriculture at the University of the Free State. He is currently employed as agricultural advisor within the department.

Herman Nkoyana was awarded a bursary to study BAgric at Elsenburg College. He was appointed as a CASP graduate intern and is currently permanently employed at Record and Enterprise Content Management.

Xhosa Summary

Ezolimo zisoloko zithathwa njengomsebenzi onganiki mdla kulutsha. Kwananjalo, kumaxesha amaninzi zithathwa njengezifundo zokuncamela ngenxa yoluvo lwabanye abantu ngezolimo. Ulutsha oluninzi luyazishiya ezolimo kuba lujonge imisebenzi ehlawula ngcono okanye imisebenzi esezi-ofisini. Kumaphandle amaninzi abantwana xa begqiba izifundo zabo eziphantsi baye bangathandi ukuhlala emakhayeni abo bafake igalelo kwezolimo nokuphuhlisa indawo abakhulele kuzo. Unobangela woku zingxaki abaye bajongane nazo nentswela msenbenzi emaphandleni, ukungabikho kwempucuko nophuhliso.

Ngamanye amaxesha ulutsha luye lujongane nomngeni kwizifundo zezibalo nezobunzululwazi ngenxa yokuswela inkxaso. namathuba emfundo nemisebenzi. Le ngxaki ingasombululeka xa ulutsha lungafumana inkxaso nenkuthazo kunye namathuba engqesho ukuze bazinikele kwezolimo.

Urhulumente weZolimo eNtshona Koloni uzinikele ekutshintsheni nasekwenzeni ezolimo zinike umdla kulutsha. Uphuhliso lolutsha luyanceda ekukhuliseni izakhono. Urhulumente ukwanikezela ngenkxaso-mali kulutsha olufuna ukuqhubekela phambili ngemfundo ephakamileyo kwezolimo. AP

This article is from: