4
Advertisement
Indaba January 29, 2014
Ukuzame konke onakho ngoku iza kundoqo uMagogotha NdinguBuyiswa Ntenda eNgcobo Ndandigula ndiphelelwa ngamandla, ukutya kungangeni kubuya kunegazi. Amagxa endisinda ngathi kukho into endiyibelekileyo. Ndahamba ndayakwagqirha ndihamba nosisi wam, wathi uGqirha ndineUlcers ne TB, ndityhafile wandinika amayeza. Ndiwaselile amayeza, kodwa wathi usisi wam mandincedise ngemveliso zakwaMagogotha. Ndathenga uMagogotha[twin pack]kunye nespreyi njengokuba ndikhohlwe kuhamba ndidinwe namalungu. Ndimselile umagogotha ndimana nditshutshuza kwezindawo ziqaqambayo nge-spreyi.Ndithi ngoku ndiphile ndingumqaba-qaba igqabi leviniga. Ndaqonda ukuba ndinomntana wam ongaphilanga oneminyaka eyi11 engahambi oogqirha besithi unesifo somnqonqo. Ndithethukuthi ngoku umntana uyatshitshiliza ngoku. Ndithi phambili ngeemveliso zakwaMagogotha ndiyazincoma. Enkosi. Phambili maGogotha Phambili NdinguKhayalethu Nontenje eRhafu Ndandingaphilanga kakhulu.Ndancendwa zimveliso zakwaMagogotha. Bendingumntu obenedliso ngaphakathi,ndinento ehleli emqaleni,ndaze ndafumana iAloe spray ne Gotha twin pack yandinceda ngendlela ungumangaliso ngoba ndiphilile ngoku ndingumqaba-qaba. Okunye bendikhohlela kakhulu yiTB , ndinezintso eziqaqambayo. Kwaye ke umsebenzi wam kukuqhuba itaxi. Ezimveliso ndiyazibulela kakhulu ngoba andisevanto ngoku, kwaye ziluncedo kakhulu kuluntu lwalapha emzantsi Afrika, esaingathi uMagogotha makaqhubekeke phambili enceda abantu. Ndandinebhanti[shringles, ngoku andiseva kwanto emva kokusebenzisa uMagogotha . Zindincede ngendlela emangalisayo,kangangokuba yonke into yam ihamba kakuhle, nendlu yam yatsho yashushu nditsho ndangutata olimeleyo ikhaya. Ndenza konke ekhaya ngenxa kaMagogotha. Ndithi phambili ngoMagogotha phambili.
Ndithi Halala Gotha Halala
NdinguXolelwa Nkomo eMatatiele, umntwana wam wahlatywa ngomnye umntwana oyinkwenkwe esikolweni ngencula emlenzeni.Ndamthatha ndamsa e-kliniki wathungwa.Emva kweveki ezintathu ethungiwe ,kwaphuma iqhakuva apha emthungweni esithi kukho into eqaqambayo ingathi kukho into engaphakathi emlenzeni.Sisajongile lagqabhuka iqhakuva kwaphuma impethu ezinentloko emnyama wafa mnyama umlenze.Ndaphinda ndamsa e-kliniki khwakhona ,e-kliniki ndathunyelwa esibhedlele.Kwathiwa uzakuqhawulwa umlenze.Hayi andavuma ndabuya naye. Kwathiwa mandithenge i-spreyi sakwaGotha {aloe spray] kunye nesepha{ostrich oil soap}.Ndafika ndamhlamba umlenze ngesepha,ndamspreya kanye enxebeni zaphuma impethu.Emva kwentsuku ezintathu zanyamalala impethu,kwehla ukudumba wabuyela umlenze kwibala lawo emveni kweveki.Uphilile ngoku enkosi.
Phambili KwabaGotha Phambili ndiyabulela.
UMagogotha unamayeza wonke endalo owadingayo Carniboost + Hypermag - Twin pack is a combination of Magnesium and L-Crnitine. Magnesium is an essential mineral for staying healthy, it improves muscle function and prevents insomnia, constipation, heart attacks, hypertension and migraines. L-Carnitine has been found to improve the body's ability to improve memory, increase energy, raise metabolism, and enhance overall quality of life.
Gotha Herbal Tea combines Rooibos, HoneyBush and
Sutherlandia (Cancer Bush) to create a delicious and healthy beverage rich in antioxidants. This natural product has plenty of healthy minerals and vitamins and antioxidants which boost the immune system and help to destroy toxins.
Herbal Cough syrup has a unbelievable combination of great
herbs that will soothe your cough and sore throat. It combines well known cough remedies like Guava leaf, Pelargonium, Garlic, Ginger, Olive leaf, Vitamin C, Eucalyptus, Peppermint, rooibos and Buchu into a herbal cough syrup. This herbal combination can help to soothe coughs and to fight the viruses causing the chest infections.
NE W
Healthy lips is natural and chemically free formulation rich in fatty acids which is combined with mint oil to nourish and sooth your lips. It provides long lasting protection from drying out or becoming chapped. The mint oil has cooling affect and contains properties that help ease inflamed tissues and has pain-relieving qualities.
Fero-Lax reliefs occasional constipation and generally produces bowel movement in 6 to 12 hours. Fero-lax is an all natural remedy for constipation and made from aloe bitter. Regular bowel movements are important, to rid our system of the many poisons that otherwise accumulate in the intestine.
UMagogotha ngumhlobo wakho kwimpilo yakho engcono
Ostrich oil soap is a glycerine based soap which is
enriched with ostrich oil to produce a unique natural product for people with special skin requirements or just as gentle skin nourishing soap. Available in Fragrance free or Tea tree and Meadow herb.
Oxi-Vite is an easy way to ensure that you are getting the adequate supply of vitamins, minerals and antioxidants that you need each day. Available in adult syrup and children's syrup. Gotha Oxi-Vite has specifically been made a liquid formulation as liquid nutrients are absorbed faster and more effectively.
NE W Re-Gen skin cream penetrates into skin tissue and promote
natural healing and rejuvenation resulting in a healthy, glowing, younger looking skin while soothing, smoothing and restoring your skin to its optimal moisture level. Active ingredients: Regu-Age, Vitamin A,C and E, Aloe, MSM, Geranium oil, Ostrich Oil
Aloe spray is rapidly absorbed and acts as an anti-inflammatory agent. Aloe spray can help relieve pain, diminish swelling, encouraging healing and restoring normal cell function. Can also be used for the relief of minor burns and sprains, sports injuries and arthritis.
SupaSex is a natural sexual enhancement product that can be used by men and woman. SupaSex can help by improving libido, improving sexual desire, improving sexual function and can also assist in heightening the sexual experience. Put the spice back into your life with SupaSex.
Miracle green ointment is a powerful ointment which
combines the healing properties of Leonotis, Vitamin E and Ostrich Oil. Miracle Green provides fast relief from: Arthritis, Muscle pain, Cuts and burns, Eczema, Acne, Skin rashes, Boils, Bites and stings, Psoriasis, Haemorrhoids and is also great for sunburn.
Visit our Gotha Health Shop 34 in Commercial road, Commercial centre, Sidwell For more information Tel: 041 453 7862 or 076 542 5101