Member of The Association of Independent Publishers Editorial Tel. 084 229 6399 | 021 4222 228 Editorial Address: 85 St. George’s Mall Cape Town.
DUNOON | JOE SLOVO PARK | WOLVERIVIER | KWA 5 | KILLARNEY GARDENS | MONTAGUE GARDENS | MILNERTON | TABLE VIEW | WITSAND
I-MyCiTi yandisa uthungelwano lwayo lwezothutho ngokongezelelekileyo Inkonzo yaseKapa yeebhasi yala maxesha, eluncedo, i-MyCiTi, imisela imizila emitsha enika iinkonzo, ntoleyo eyenza kube lula ukufikelela kumathuba emisebenzi kunye nawokonwaba nokuba usuka phi kuthungelwano lweendlela olwandayo.
zothungelwano. Wakuba ukhwele ebhasini ungakwazi ukutshintsha ukusuka komnye umzila, uye komnye, kwizikhululo nakwiindawo emisa kuzo ibhasi uyokufika naphi na kuthungelwano olo, nokuba kuselwandle e-Blouberg, uyokonwabela intlanzi neetships e-Hout Bay, utyelele ipaki yokutshebeleza eGardens, ukhwele uye kwiNtaba yeTafile okanye uchithe usuku e-Canal Walk. Imali yokukhwela ibalwa ngokomgama owuhambayo, ngoko ke uhlawula imali enye yokukhwela ngohambo lwakho lonke, kuqukwa naluphi na utshintsho olwenzayo endleleni. Ukuba ngaba uthenga amanqaku okukhwela e-Mover uze uqale uhambo lwakho ngalo nangaliphi na ixesha elingaphandle kwamaxesha kaxakeka asekuseni nasemva kwemini, phakathi evekini, uhlawula ngaphantsi. Oku kuquka iimpela-veki kunye neentsuku zeeholide zikawonke-wonke. Ngowe-2 Aprili 2016, olu thungelwano luza kwanda kwakhona. Umzila wendlela engu261 Adderley – Salt River – Omuramba idlula kwizikolo ezininzi kunye neendawo zolonwabo, ezifana ne-Old Biscuit Mill kunye ne-Woodstock Exchange. Ikwaqhagamshelana nesikhululo seebhasi neetaxi esise-Golden Acre kunye nesikhululo sikaloliwe saseKapa. Kananjalo iMyCiTi izakwanda iye kufikelela eSummer Greens kunye
I
phantse ibe mithandathu iminyaka yaqalayo ukusebenza i-MyCiTi kwaye zingaphezulu kwezigidi ezingama-40 iihambo zabakhweli esele zenziwe. Amawakawaka abakhweli anamakhadi e-myconnect kwaye yonke imihla asebenzisa le nkonzo yezothutho lukawonke-wonke ikhuselekileyo, ithembekileyo, nefikelelekayo, ukuya emisebenzini, ezikolweni okanye ukonwabela nje ubuhle bendalo, izinto zolonwabo nokuzipholela, nento ezikhoyo eKapa. Ukusuka e-Atlantis emantla ukuya e-Hout Bay emazantsi, nokusuka e-Mitchells Plain naseKhayelitsha kwimpuma ukuya e-Sea Point entshona, ngoku kukho ama-37 eendlela ezithungelelanayo ze- MyCiTi ezinika iinkonzo kwizikhululo ezingama-42 kunye neendawo ehamba isima kuzo ibhasi, ezingama-366. Umahluko wokwenene ngeMyCiTi ziimpembelelo
Zifumanele ikhadi lakho le-myconnect
W
onke umntu oneminyaka engaphezulu kwemine ubudala, kufuneka abe nekhadi lakhe lemyconnect(liyi-R30 kwizikhululo zeMyCiTi) elifakwe imali okanye amanqaku okukhwela eMover. Ngethutyana elifutshane, ungakwazi ukuthenga ikhadi Indawo Canal Walk Milnerton Mall Atlantis Mall
nge-R30 elinamanqaku eMover angama-30 owafumana simahla. Phatha imali eyi-R30 kunye neNcwadi-sazisi (ID) yakho, uye kwezi ndawo zilandelayo zilandelayo phakathi kwentsimbi ye-08:00 kusasa ukuya kweye-17:00 emalanga. Umhla nexesha
1 – 2 Aprili 09:00 – 17:00
3 Aprili 09:00 – 14:00
Kungekudala i-MyCiTi iza kube ihamba kwindlela iKoeberg ukusuka kwisikhululo sase-Omuramba isiya kwisixeko idlule kwindlel i-Albert e-Salt River nase-Woodstock, kananjalo yandise ukufikeleleka kwayo kwimimandla yase-Summer Greens, Century City nase-Milnerton.
nenxalenye enkulu yeJoe Slovo Park, iMilnerton neendawo ezithile eCentury City. Umzila wendlela obizwa- 260 Summer Greens – Woodbridge Island uza kuhamba kwiindlela Bosmansdam, Koeberg naseLoxton ukuya elighthouse eMilnerton. Umzila wendlela i- 262 Century Gate – Century City uhamba phakathi kwendawo yokungena ekwindlela iBosmansdam uye e-Century City kwaye udibanisa i-Central Park, Canal Walk, kunye nesikhululo sikaloliwe sase-Century City. Kananjalo ezi nkonzo zinika
abakhweli abasuka e-Atlantis, eDunoon nakwezinye iindawo okuninzi abangakhetha kuko, ukusuka kusasa kude kube sebusuku. Kuza kusetyenziswa iibhasi ezincinci zeMyCiTi ezibude buziimitha ezilithoba. Kuzakubakho iindawo zethutyana zokumisa iibhasi kwezinye indawo ngelixesha kusakhiwa amajelo asisiseko esi sisigxina. Abakhweli abasebenzisa iibhasi zakwa-Golden Arrow kufuneka baqaphele ukuba iinkonzo ezithile ziza kuchatshazelwa ziinkonzo ezintsha ze-MyCiTi. Jonga
amaphepha ndaba ngeenkcukacha okanye utsalele umnxeba kwiZiko leeNkcukacha ngezoThutho.
Fumana okongezelelekileyo Yiba kunye nathi kwiiseshoni zokunika iinkcukacha kuluntu, apho amagosa ethu ayakube esabelana ngolwazi nenkcukacha ezimalunga nemizila emitsha yeebhasi kwanokuba isebenza njani na inkqubo ye-MyCiTi. Jonga kwiphepha lesi-3.
Imbono yam malunga neenkonzo zeMyCiTi
U-Ashleen September, wase-Atlantis “Intombi yam iqhele ukusebenzisa ibhasi xa isiya esikolweni. Kungekudala ndiza kuqala emsebenzini omtsha kwaye ndiza kusebenzisa ibhasi xa ndisiya emsebenzini. Ndiyakuthanda ukusebenzisa ikhadi le-myconnect kuba akukho mfuneko yokuba ndihambe ndiphethe imali.”
Tsalela umnxeba kwiziko lolwazi lezothutho (inombolo engahlawulelwayo 24/7) 0800 65 64 63 www.myciti.org.za cofa u-*120*1040#
UVuyisile Balibese, waseDunoon “Iibhasi zeMyCiTi zilungile. Ziqinisekisa ukuba andilahlekelwa ngumsebenzi wam ngokuthi zindithathe ziye kundibeka kwindawo yam yempangelo eTable View, ngexesha. Ngoko ndiyakwazi ukukhulisa abantwana bam.”
Myciti Bus Transport for CapeTown
@MyCiTiBus
URomano Moses, wase-Atlantis “Ukusebenzisa ibhasi yeMyCiTi kuxabisa ngaphantsi (xa kuthelekiswa nezinye iindlela zothutho zikawonke-wonke). Ibutshintshile ubomi bam. Mna nabahlobo bam, siyakwazi ukwenza izicwangciso zethu zangeempela-veki ngokwenza izinto ezininzi ezahlukeneyo.”
MyCiTi Matshi 2016
2
ISIKHOKELO SAKHO SEMYCITI
Zifumanele ikhadi lakho le-myconnect
Wonke umntu kufuneka abe nekhadi lakhe le-myconnect ukuze akwazi ukuhamba ngebhasi. Zithengele elakho nge-R30 kwiivenkilana zeMyCiTi ezikwizikhululo nakwivenkile ezithile. Khumbula i-pin yakho Ikhadi lakho liphuma nenombolo ye-pin, nezakuthi ifuneke, xa ufaka imali ekhadini lakho.
I-MyCiTi yinkqubo yeebhasi yaseKapa ekhuselekileyo, ethembekileyo nekulula ukuyisebenzisa. Iibhasi zihamba ixesha elingange yure ezili-18 ngosuku. Kufuneka ube nekhadi le-myconnect, kwaye kulula kakhulu ukuyisebenzisa le nkqubo xa sele uyazi.
Faka imali yokuhamba – khetha iStandard okanye iMover
Faka imali ngendlela yeStandard, okanye ufake amanqaku eMover, wonge. Kananjalo usengafaka ipakeji yenyanga.
I-MyCiTi Standard vs I-MyCiTi Mover Faka nokuba yimalini. Kukho iintlawulo zokufaka imali. Kusebenza amaxabiso okukhwela angenasophulelo. Sebenzisa elikhadi leStandard ukuthenga izinto ezikifelela kwi-R200 ezivenkileni. Faka iStandard kwiivenkilana zeMyCiTi ezikwizikhululo, kwivenkile ezithabatha inxaxheba kunye nakwii-ATM zase-Absa ezithatha imali.
Yon g i-3 a nge 0% Mov er
Faka iipakeji ezisukela kwi-R30. Akukho zintlawulo zokufaka. Kusebenza amaxabiso okukhwela eMover (amaxaniso aphantsi nge-30%). Sebenzisa iMover ukukhwela i-MyCiTi kuphela. Faka iipakeji zeMover kuphela, kwiivenkilana ezikhethekileyo zeMyCiTi ezikwizikhululo.
Iinkonzo zam ze-myconnect
Kwezinye izikhululo kukho ibhokisana ezinika iinkcukacha nalapho ungakwazi ukujonga imali eshiyekileyo ekhadini lakho ufumane nephetshana elichaza inkcitho. Kananjalo ungazifumana ezi nkonzo kwezinye iivenkilana ezikwizikhululo kunye nakweyiphi na i-ATM yase-Absa. Kufuneka ufake i-pin yakho ukuze ukwazi ukusebenzisa ezi nkonzo. Xa uyilibele i-pin yakho, ungakwazi ukuyimisela ngokutsha kumasebe ase-Absa eHeerengracht, eGardens, eV&A Waterfront okanye eTable View ngeeyure zokusebenza kwebhanki.
IPakeji yeNyanga
Kananjalo usenokukwazi ukufaka ipakeji yenyanga kwikhadi lakho le-myconnect. Ezi pakeji zisebenza iintsuku ezingama-30 ukusuka kumhla oyithenge ngawo kwaye, ziquka iihambo ezimbini zokuqala, yonke imihla, kuquka nokutshintshela kwezinye iindlela. Ipakeji yenyanga ixabisa i-R530 (ngaphandle kweSikhululo seeNqwelo-moya) okanye i-R780 (xa kufakwe neSikhululo seeNqwelo-moya ). Zifumaneka kwiivenkilana zeMyCiTi ezikwizikhululo.
Beka ikhadi kwisifundimakhadi xa ungena naxa uphuma
Qala uhambo lwakho Qalisa uhambo lwakho ngokubeka ikhadi kwisifundi-makhadi xa ungena kwisikhululo okanye ukhwela ebhasini esitophini. Gqiba uhambo lwakho Gqibezela uhambo lwakho ngokubeka ikhadi kwisifundi-makhadi xa uphuma kwisikhululo okanye usehla ebhasini esitophini.
Musa ukuhlawula isohlwayo !
Beka ikhadi kwisifundi-makhadi esibhalwe “IN” xa ukhwela kulo ndawo ukhwelela kuyo.
Beka ikhadi kwisifundi-makhadi esingasekunene kwizikhululo.
Qinisekisa okokuba uzisebenzisa ngendlela echanekileyo izifundi-makhadi. Uya kuhlawuliswa isohlwayo esiyi-R22 (okanye i-R83 kwiSikhululo seeNqwelo-moya) ukuba ngaba: • Awunamali yaneleyo yohambo lwakho • Ulibele ukubeka ikhadi lakho kwisifundi-makhadi xa ungenayo naxa uphuma • Ubeke ikhadi lakho kwisifundi-makhadi esingesiso
Amaxabiso okukhwela – luza kuxabisa malini uhambo lwam?
Uhlawulela umgama owuhambileyo, nobalwa ukusuka apho ubeke khona ikhadi lakho kwisifundi-makhadi xa ungena ukuya apho ubeke khona ikhadi lakho kwisifundi-makhadi xa uphuma. Cwangcisa uhambo lwakho uze wonge
Uhlawula kakhulu xa uhamba ngexesha likaxakeka (phakathi evekini 06:45-08:00 nango-16:15-17:30), uze uhlawule ngaphantsi ngamaxesha angengawo la, kuquka iimpela-veki kunye neeholide zikawonke-wonke (ixesha lamaxabiso okonga). Ukuhlawula amaxabiso aphezulu exesha likaxakeka okanye awokonga kuxhomekeke ekubeni uluqale nini uhambo olo.
Ingaba uyiMyCiTi Mover?
Tsalela umnxeba 0800 65 64 63 ofumaneka 24/7, ngesiNgesi, isiBhulu nesiXhosa Yiya ku www.myciti.org.za
Yonga i-30% okanye ngaphezulu ngeepakeji zeMyCiTi Mover, ezifumaneka kwiivenkilana zeMyCiTi ezikwizikhululo. Faka i-R30, R50, R80, R100, R150, R200, R400, R600 okanye i-R1 000 kwikhadi lakho le-myconnect.
Ewe
Hayi
Ingaba uqalisa uhambo lwakho ngexesha likaxakeka elinamaxabiso aphezulu (Ngeentsuku zeveki ngentsimbi-06:45 - 08:00 okanye ngentsimbi-16:15 17:30) okanye ngexesha elinamaxabiso awongayo (ngawo onke amanye amaxesha angaphandle kula angentla, kuquka iimpela-veki kunye neeholide zikawonke-wonke)?
Ixesha likaxakeka Ixesha Lokonga
Ixesha likaxakeka Ixesha Lokonga
Ukutshintsha iibhasi
Tshintshela komnye umzila webhasi, uhlawule ixabiso elinye kuphela. Beka ikhadi lakho kwisifundi-makhadi xa uphuma kwisikhululo okanye usehla ebhasini, uphinde ulibeke kwisifundi-makhadi xa ungena okanye ukhwela kwakhona, ingekapheli imizuzu engama-45 ukuqhubeka nohambo lwakho. Xa uphakathi kwisikhululo, yehla ukhwele kwenye ngaphandle kokubeka ikhadi lakho kwisifundi-makhadi.
Amaxabiso ahlawulisa ngokweMyCiTi Mover 0-5 km 5-10 km 10-20 km 20-30 km 30-40 km 40-50 km 50-60 km >60 km R8.20 R9.40 R12.60 R13.90 R14.80 R17.40 R19.50 R21.30 0-5 km 5-10 km 10-20 km 20-30 km 30-40 km 40-50 km 50-60 km >60 km R5.50 R6.90 R8.80 R10.40 R11.60 R13.70 R15.50 R17.00
Amaxabiso ahlawulisa ngokweMyCiTi Mover 0-5 km 5-10 km 10-20 km 20-30 km 30-40 km 40-50 km 50-60 km >60 km R11.50 R13.30 R17.80 R19.80 R21.00 R24.60 R27.70 R30.20 0-5 km 5-10 km 10-20 km 20-30 km 30-40 km 40-50 km 50-60 km >60 km R7.80 R9.80 R12.50 R14.80 R16.50 R19.40 R22.00 R24.10
Ngeehambo ezidibanisa neSikhululo seeNqwelo-moya, yongeza i-R61.40 (kwiStandard), i-R50 (kwiMover ngexesha likaxakeka lamaxabiso aphezulu) okanye i-R44.20 (kwiMover ngexesha lamaxabiso okonga). Imithetho nemiqathango iyakusebenza.
DUNOON | JOE SLOVO PARK | WOLVERIVIER | KWA 5 | KILLARNEY GARDENS | MONTAGUE GARDENS | MILNERTON | TABLE VIEW | WITSAND
March 2016
Member of The Association of Independent Publishers Editorial Tel. 084 229 6399 | 021 4222 228
Umama omsulwa ubulewe ngamapolisa Editorial Address: 85 St. George’s Mall Cape Town.
PETER LUHANGA
U
mama omsulwa ubulewe ngamapolisa eDunoon emva kokuba ephazamise imoto ebeyikhwele naleyo yemiguvela etsota oomatshini beebhanka. UPhumeza Fudumele ominyaka ingama 22, nongumama weentsana ezimbini, ube buya emsebenzini kwa Nandos eSunnigdale ngethuba egagana nalentlekele. Yena noogxa bakhe bebekhwele iToyota Avanza ethutha abasebenzi ibagoduse. Ngokwengxelo zabahlali abafike kwindawo yexhwayelo emva kokuva izithonga, bekusandulwa kutsotswa umatshini wemali aze amapolisa ahletyelwa zimpimpi zawo. Athe akufika apho abona iToyota Avanza isethula abasebenzi asele eqalisa ukudubula engakhange abuze, achane uFudemele kwahlanza iselwa kwaze konzakala abanye abasebenzi. Esi sehlo silushiye lonakele
kakhulu usapho lwakwa Fudumele. Ethetha ne Isolabantu , umamazala ka Phumeza, uNomasister Tsoli ukhale esikrakra xa ebechaza intlungu yabo. UTsoli uthi unyana wakhe akafuni nokutya emva kokuba eve okwenzeke kumama wakhe kwaye uqaqanjelwa yintliziyo. Uthi uqalise ukuxhala asakungabuyi ngeth-
Phumeza Fudumele udutyelwa wabulawa ngamapolisa eDunoon .
uba emsebenzini umfazi wakhe, waze waye kugxa ka Phumeza apho eve ezindba zibuhlungu kangaka. Baye nabo baya kuzibonela okwenzekileyo abakholelwa, bafika kukho indimbane
yamapolisa nehlokondiba lababukeleyo. “Babulele umntu ebesondla usapho,” uTsoli utshilo ebunyembezana, wongeza ngelithi unyana wakhe wonzakele kakhulu. Ukwathe amapolisa awakabatyeleli aze kuthetha ngelisikizi nokuthi manyathelo mani azakuthathwa ngoku. Othethela amapolisa ase Kapa uConstable Noloyiso Rwexana usingqinile isehlo sokubulwa kuka Fudemele. “Elityala lisaphandwa kwaye lizakugqithiselwa kwi Independent Police Investigative Directorate (IPID),” utshilo. Othethela i-IPID okwangoku uRobbie Raburabu uthi kuse kutsha kakhulu ukuba kukhutshwe iinkcukacha ngelityala. “Uphando lwethu lusekrancukrancu asikwazi ukuthetha nto okwangoku,” utshilo uRaburabu. UTsoli uthi bazakufaka isimangalo sokudliwa komphathiswa wamapolisa.
Umakhulu uNomasister Tsoli ukhathazeke uyinyama ngomama wabazukulwana bakhe odutyulwe wafa ngamapolisa acinga umpu yinto yodlala: iPhoto. Peter Luhanga.
4
Isolabantu is a Xhosa/English monthly community newspaper. At Isolabantu we practice ethical journalism, and strive to ensure the free exchange of information that is accurate, fair and thorough. We support the open and civil exchange of views, even views we find repugnant. Managing Editor Peter Luhanga luhangapeter@gmail.com 021 4222 228 084 2296 399 Design and Layout Somtoo Mekowulu 021 422 2228
Physical Address 85 St Georges Mall Nedbank Building, CBD Cape Town, 8000 Publisher IRSI Media SA Pty Ltd.
DISCLAIMER The views and opinions of all contributors, writers and all columnists are not necessarily that of the publishers, editor or employees. While we take every reasonable precaution to deal with only ethical advertisers, neither Isolabantu news nor its publishers, editor or employees are responsible for any loss, harm or damage arising out of or contributed by as a result of any transaction entered into pursuant to any advertisement, advertorial or classified advertisement appearing in this publication. Isolabantu reserves the right to vary, alter or omit any advertisement and will not be held liable for any failure to publish.
Isolabantu subscribes to the South African Press Code that prescribes news that is truthful, accurate, fair and balanced. If we don’t live up to the code you can contact the Press Ombudsman at : 011 484 3612/8 or fax 011 484 3619
ISOLABANTU | MARCH 2016
Udubulo bhombho kumgushuzo weetekisi PETER LUHANGA
I
nqwelomafutha yothutho kunye kunye nesitishi se MyCiTi eJoe Slovo Park ziye zatsha emva kokugityiselwa kwebhombo ngabo bebethatha inxaxheba kumgushuzo woonoteksi eMilnerton. Esi sehlo senzeke ngoLwesibini ngethuba kukho uqhanqalazo ngokunxamnye nokubanjwa nokuvalelwa kweeteksi ezingekhondleleni ngamagosa esipolisa sendlela. Intaphane yeeteksi iye yavala indlela iDemocracy Drive incedisa abo bebetshisa amatayala nenkukuma kulondlela. Malunga namapolisa angamashumi amabini encediswa ngabakwa adubule imbumbulu zerubber kumalunfu eeteksi ebevathe iqaqa njengoko umsi wetayala ubugcwele indawo yonke. Ushishino apho luye lwanqumama okwethutyana njengoko iivenkile kunyanzeleke ukuba zivalwe. Oonoteksi abathethe ne Iso Labantu bathi bafakwa uxinezelelo ngabakwa MyCiTi Bus Service kwaye bahambise ngokutyhola iinkokheli zabo ezafumana intlawulo kwisiXeko saseKapa ngokubashiya enyanyeni. “Kudala sisebenza apha, iminyaka engaphezu kweshumi elinesihlanu. Sathenga ezivans emva kokuba singafakwanga kwinkqubo ka MyCiTi , kwanikwa intlawulo abao baneteksi ezizikhumbi kuphela,” utshilo omnye umqhubi evathe iqaqa. Uhambise ngelithi bazithenga kwaToyota ezinqwelo zabo ngexabiso elikhulu kodwa ngoku bayasokola ukuzihlawula ngenxa yemeko abazibona bekuyo ngoku. “Sinabafazi, abantwana, izizalwana ekufuneka sizondle, sizakuyenza njani lonto? “ ubuze watsho. Uthi ngethuba isiXeko seKapa siqala
UKONA MAYAPI
W inkqubo ka MyCiTi eWest Coast Road (R27) ngowe 2010 bakhokelelwa ekucingeni ukuba iza kuza namathuba omsebenzi kubo bonke abaqhubi abachaphazelekayo kodwa babetyiswa intloya. Inkampani yakwa Kidrogen, eyenye yenkampani ezilawula uMyCiTi yaqulunqwa ziziphathamandla zoonoteksi base West Coast, ityholwa ngelokuba yathi iqeshe abaqhubi ngokwaneleyo. “Basixelela ukuba asinamatriki nto leyo ibangela ukuba singafumani uqeqesho lokuqhuba iibhasi kodwa abantu abaqhuba ezibhasi zange baqhube ziitekisi,” upiqe watsho. Uhambisa athi kwintlanganiso ebanjwe nesiXeko, amalungu esiXekom alile ukuphulaphula izikhalazo zabo. “Basixelele ezinkonqeni ukuba bayakuphulaphula abantu bakwa Kidrogen hayi thina,” utshilo. Ukwathe ukuqalisa kwabo ukusebenzisa lendlela ngenkani kuvuse imisebenzi kubantu bendawo nabo bebeshiywe bethwaxwa linxele lika khetsekile. Othethela ibhunga ledolophu kwezothutho uBrett Herron uzigxekile izenzo zobundlobongela esithi azamkelakanga tu. “Ukumoshwa nokutshiswa kwezakhiwo neenqwelo akuvumelakanga kwaye sizakuthatha amanyathelo aqatha kwabo babandakanyekayo,”uHerron uqukumbele ngelitshoyo.
Uzakhele ipoma letyotyombe WILLIAM CHITENDA
U
mthengisi welekese uMancengeza Lubabalo ongutata wesithathu wenze umnqa ngokwakha ipomakazi letyotyombe kwindawo yase Bhekela ethandwa kakhulu kukuhlaselwa ngumlilo. Elityotyombe linemigangatho emibini, phantsi kukho ilounge, ikhitshi, indlu yangasese negaraji logama phezulu kukho imihohoma yezindlu zokulala ezimbini. ULubabalo uxelele Isolabantu ukuba ukrunwa umphefumlo kukungafumani ndlu kurhulumente nangona kudala wangenayo kuluhlu lwabalindele izindlu. Elityotyombe lakhe lebhongo alikagqitywa nangona esithi limtyabula malunga ne R45 000 ayifumene ngokuthengisa esitratweni. Iqhebeka isukela ku page 5
Celebrating human rights
Ityotyombe elihle ngokwenene eBhekela. Photo. William Chitenda.
e all know that human rights day is celebrated on March 21 every year in Mzansi. But what is it really about? What are we celebrating and why? Human Rights day is an important event in our Mzansi’s history as it symbolises the great achievements made since the end of Apartheid. Human Rights are the fundamental rights of human beings. They are called rights because they are things we are allowed to be, to do or to have. They are there to help us be aware of what is expected and for human protection against people that might harm us thus helping us live in peace and harmony. Human rights are inherent to all human beings regardless their nationality, race, gender, or language. Human rights apply to everyone even children. Everyone is entitled to their human rights without discrimination. We are all equal. One of the hard fought rights is the right to freedom of movement and outlawing the racist laws that created group areas! Human rights day is the day in which we celebrate or acknowledge our human rights, which are stated according to the Human Rights Commission Act of 1994; namely equality, citizenship, freedom of movement and residence and a lot more. Human rights in our country are protected and bound by our Constitution
which states the even the government must respect the rights of the citizens and not violate them whatsoever. But if you look around people seem not to understand the significance of human rights day, they just simply see it as a day to go out and celebrate intoxicating themselves with alcohol. Some see it as a day off work to relax at home and go about their chores but that is not what it is all about. When people are unaware of their rights, they are subjected to various forms of abuse ranging from lack of access to justice, oppression, discrimination, to list but a few. The SA Human Rights Commission can give you information or training on human rights, and can help you if you think any of your rights, as defined in the Bill of Rights, has been violated.
Uzakhele ipoma letyotyombe isukela ku page 4
Uqalise ukwakha lomzi wakhe webhongo ngoDisemba. “Ishishini lam liyandinceda ekwakheni lendlu kudala ndahlala ebugxwayibeni, ngoku ndizakhele ikhaya lamaphupha am kwaye ndigcobile. Ndakhe indlu ebheka phezulu ngenxa yokunqaba komhlaba apha,’’ he said. Uthi ukuzakhele indlu kuthethe ukuba kufuneka
abenoqoqosho lwezimali angadyakrazi. Abamelwane bakhe bebemchasa kulomba. “Abanye abamelwane bebengayifuni lento kodwa ndabacacisela ngoku bayazi ukuba kutheni ndenze nje. Ndibathanda kakhulu kwaye sincedana kwingxaki ezininzi,’’ he said. Ngoku abamelwane bakhe bamqhwabela izandla benqwenela ukuba ade agqibe
ukwakha elipomakazi, abanye baqalisile ukukopa iplani yakhe. UMthetheleli Eighteen, ohlala kufuphi naye unebhongo ngendleu ka Lubabalo esithi unqwenela igqitywe msinya. “Siyavuya sinqwenela akhawuleze ayigqibe. Nam ndifuna ukwenza njengaye ndisakuba nemali eyaneleyo, uyabona ndihlala kwihokana encinci ,” utshilo
u- Eighteen. Njengo Lubabalo, oka Eighteen kudala elinde ukwakhelwa indlu kangangeshumi leminyaka kodwa udinwe ngoku. “Nam ndilinde indlu yam kodwa okwalomzumzu ndizakonwaba kwelipomakazi lam,” utshilo uLubabalo. Unethemba lokuba xa ligqityiwe ukwakhiwa elityotyombe lakuxabisa ama R75 000 kwintengiso.
City’s sports and rec programs keep children, community safe WILLIAM CHITENDA
M
ore than 150 participants from all over Dunoon take part in free activities at the recreational hub every weekday. With sponsorship from the City of Capetown and involvement from a handful of stakeholders,the programmes which start at 1000hrs up until2000hrs aim at improving physical and mental capabilities of the participants. Activities range from weight
lifting, boxing for adults to chess lessons and other brain stimulating indoor games for kids. The programmes are timed to cater for different age groups with kids’ sloted in at 2;30pm. Aiming to keep them off the streets or indulge in bad behaviour after school hours they are kept occupied mastering the art of chess,playing poker, soccer, pool, scrabble, muraburabu, dominos and draft under the tutorship and supervision of
City of Capetown officials. Kwa 5 resident Ovayo Mkhontwana, who is in Grade 4 at Dunoon Primary school heasped praise on the programmes. “I stay with my mum and after school there is nothing to do so I come here to play. This place keeps us busy and we learn new things and meet new friends,” said Mkhontwana. “I want to be a soccer player in the future and my journey starts now,’he says adding that, I always encourage my
friends to come and play here.Its a good thing,” he said. Lukhanyo Mchopele ,who works for Pick n Pay said he enjoyed exercising and the whole set up is perfect for his body building ambition. “I come to exercise after work and I like the way things are set up. ‘These equipments are expensive and to get access to them for free is a blessing,” said Mchopele When weather permits kids are exposed to outdoor
City audits job seekers database UKONA MAYAPI
T
he City is refreshing its Expanded Public Works Programme (EPWP) job seeker’s database. This includes tracking down individuals who have not updated their details in more than a year as they are required to do. “Currently, just more than 400,000 individuals are registered on the City’s EPWP database. The cleanup is being done in phases and the last phase involved calling 168,189 job seekers and sending out bulk SMSs to more than 300,000 job seekers to ensure maximum reach,” said Suzette Little, a mayoral committee member for social development and
early childhood development. In the City’s audit of EPWP job seeker’s database, a total of 97,718 job seekers phones were found on voicemail. A total of 26,850 are still interested in employment while 23,018 job seekers contact numbers were found to be out of service thus the city removed 18,803 from EPWP job seeker’s database! A total of 1,800 job seekers requested to be called back. Little said scores of job seekers have responded to the SMS campaign by reporting to their local subcouncil offices to update their details. The next phase of the
clean-up will involve going door to door to track down the approximately 120,000 individuals whose numbers were on voicemail or whose numbers are no longer active. “While it is the responsibility of a job seeker to keep their details updated, this audit will benefit job seekers and the City. By doing this exercise, we are bringing those dormant individuals back into contention for work opportunities, but we’re also able to remove people from the database who may have found employment elsewhere, moved to another town or suburb, or who may have passed away,’ said Little. She said the database clean-up coincides with the
revision of the City’s Job Seeker’s Policy. The policy covers aspects like eligibility for EPWP work opportunities, registration and recruitment of job seekers, regulating the exclusion period for job seekers who have had a work opportunity to ensure fairness, and making the database available to other government departments and the private sector. “Job seekers are encouraged to visit their local subcouncil offices and update their details to assist the City in the finalisation of its database audit.”
games like slip’n’slide. For the easter holiday,programmes include jumping castle,clown show,spray park circle games and free play. Situated next to a heavily populated informal Bekhela settlement on Waxberry and Phumuleni streets its position is an advantage and accessible to people around. Registration is free and done on daily basis just to keep statics.
ISOLABANTU SUPPORTS BUSINESS DEVELOPMENT. FOR SPECIAL ADVERTISING RATES TO MAKE YOUR PROFITS GROW, CALL PETER ON: 084 229 6399 021 424 2114
FOR EVENTS AND BREAKING NEWS, CONTACT THE EDITOR ON: 084 229 6399 021 424 2114
March 2016
SPORT
Church youth using netball to raise awareness of HIV among young people UKONA MAYAPI Some young women affiliated to the Methodist church in Saldanha on the West Coast played Netball with their Dunoon based counter-parts on Saturday, March 12. The Netball match was organised to create awareness on the silence and stigma surrounding HIV/Aids, said Gilbert Khoza, the church’s youth leader.
“We encourage the community to go and test for HIV/Aids so they can know their status. Amongst our female players we have some living positively with HIV/Aids so we decided to create an awareness campaign by playing Netball,” said Khoza. He said they hard targeted to create awareness on HIV/Aids using sport as more people attended sport events.
Ulutsha lwecawe lisebenzisa iNetball ukufundisa banzi ngoGhawulayo kwabantu abatsha Amantombazana asakhulayo akhonza eMethodist eSaldanha eWest Coast abedlala imetshi ye Netball namamnye amantombazana eqembhu lase Du Noon ngomGqibelo i12 ka March. Lemetshi ye Netball ibiququzelwe ukufundisa ngokubanzi ngesifo uGhawulayo (HIV/AIDS), utshilo uGilbert Khoza oyinkokheli yolutsha lwase
Methodist. “Sizama ukomeleza abantu baye bayokugonyelwa uGhawulayo ekliniki ukuze bazazi isimo sabo. Kweli qhembu lethu leNetball sinawo amantombazana aphila ubomi obugqibeleleyo benoGhawulayo, yilonto sithathe isiqgibo sokwenza undliwanondlebe ngaye uGhawulayo ngodlala iNetball, “ uth-
shilo uKhoza. Uqhubekeke wathi bazokusebenzisa isisporti iNetball ukufundisa banzi ngolwazi lika Ghawulayo njengoko beliqela abantu abazayo ukuzonika inxhaso ngokubukela.
MyCiTi Matshi 2016
7
Rd
MILNERTON
T01/T02
JOE SLOVO PARK Gousblom Venus
Ko eb erg
Rd
Marine D r
Democracy North Crassula Kiwu Zastron T04
Woodbridge
260
Quest
Loxton West
Milnerton Lighthouse
Democracy South
Rd
Rd od wo rts Po
Dysart Rd
Ravenscraig
Nobel Square kR oc
d
D
Upper Portswood
Cav al cade Rd
Do c k
Skye Way
l te Wa
i rS
len He
su lu
St
d Blv an zm Su
s Jarvi
t dn S arna St r
105
St ich stw Pre
Marina Gallows Hill Amsterdam
High Level
Alfred Lower Old Fire Station Loop Riebeeck Lo Mid Loop ng m Lower ar ke Strand tS Long W at er ka nt St
Du
nc
an
Rd
Foreshore ThibaultSquare Square Thibault
Neptune rin Ma
Civic Centre
eD
Ad de rle yS t
Green
St
St
yB lvd
Ce nt ur
St
or e
tm
ea
Gr
d
Rd
ne r
Mil
Rd
KHAYELITSHA
MITCHELLS PLAIN
ch est er
Rd
Ce
Lie
eblo em
k
Mountain Rd
ia Wal
St
Ch ap
AIRPORT
Rd
Melbourne
Ca nt er bu ry
MAITLAND
ain
cil R
Ha rrin gt on
St
ein
Pl
Maitland
rM
Victor
n
Coronation
e Low
St
Durham Ave
Hop e St
Searle St
Br ee St
Vic to
ria
lvd
St
St
Rd
r
N 1
Lo ng St Ke er om St
Lo op St
lvd yB Ba
aB
ee
ble Ta
del
Qu
Century City Rail
Table Bay Blvd
nd ela Ro
Ha tfi eld
N 7
Paarden Eiland
Adderley Adderley
ion ut tit ns Co
Kl oo fS t
N 1
262
Narwhal
Conway
Nelson Ma n
Upper Loop
Canal Walk North Grand Canal
Fenwick
Section
Woodstock T01/T02 Darling Castle Str Groote and Rd Kerk Loco Upper Long Salt River Rail North Albert Rd M Lower iln The Castle er Barron Davison Salt River Hall Albert Rd Rd Russel Buitenkant Lower d rR Sir Lowry Rd Hanover kke Ca Salt River Rail Lower Kloof Bu Church Dublin rtre le rns Victor do Biscuit Mill Voo Street ide D01 ia Rd nS Rd St t Chapel St Oxfo Kent Ludwig’s Michaelis el D04 rd S Spencer t Roeland Garden Ten CPUT Malta Ke St nys Upper Salt River ize D03 Rd on rgr 102 St ach Wil D02 Ea t Government Ave kin ton so N Lawley Rd nS t St n A01 2 a District Six n t Ten Vic Nelson M Roodehek andela B to lvd ria Salis De Rd Co n bury Annandale Lo St stitu Zonnebloem ren t i o n St tz St Chester West Gardens
Dorp h St
Sailors Green Victoria
BROOKLYN
Convention Centre
Longmarket
Ch ur c
Leeuwen
Waterview
Sheridan
Vrystaat
Nelson Man del aB lvd Av e
Mid Long
Bu ite ng ra ch tS t
M i lit a r y S t
t
Studio
Bridgeway Canal Walk South
Dreyer
261
Soldier
Estuaries
Sa bl eR d
Zoarvlei
Waterfront Silo
104
Rd
SUMMER GREENS
CENTURY CITY
Century City
Madeira
RUGBY
N
Aquarium
Stadium
Edison
EDGEMEAD Emerald
Koe berg Rd
Vl ei Rd
lvd yB Ba
q
r
ge
Bosmansdam Ocean Century Spirit Gate
Oasis Waterford
Ra tan ga
Granger Bay
T01 an Gr
Boundary
Lagoon Beach
Drill
251
Loxton TIJGERHOF Waterstone East Sanddrift Tijgerhof Central Park
Ra tan ga
Somerset Hospital
BOTHASIG
MARCONI BEAM
Namer
Mansfield
Rd
Waterfront Waterfront Breakwater
N 7
Bolt
Phoenix
Ratanga Rd
Milnerton
Beach
Granger
MONTAGUE GARDENS
Marconi
Omuramba
TABLE VIEW / DUNOON / ATLANTIS
Mouille Point
Wigtown
Kunene
Royal Ascot Ra Turf Club ce T03 course
Imizila yeendlela zika-MyCiTi T01 Dunoon - Table View - Civic Centre - Waterfront 251 Century City - Montague Gardens T02 Atlantis - Table View - Civic Centre 260 Summer Greens - Woodbridge Island T03 Atlantis - Melkbosstrand - Table View - Omuramba 261 Omuramba - Salt River - Adderley 262 Century Gate - Century City T04 Dunoon - Century City D01 Khayelitsha East - Civic Centre 101 Vredehoek - Gardens - Civic Centre D02 Khayelitsha West - Civic Centre 102 Salt River Rail - Walmer Estate - Civic Centre 103 Oranjezicht - Gardens - Civic Centre D03 Mitchells Plain East - Civic Centre 104 Sea Point - Waterfront - Civic Centre D04 Kapteinsklip - Civic Centre 105 Sea Point - Fresnaye - Civic Centre Isikhululo Iinkonzo ze-myconnect 107 Civic Centre - Camps Bay (ukuya ngasekhohlo) 108 Hangberg - Sea Point - Adderley Stop only accessible in Indawo Emisa 109 Hout Bay - Imizamo Yethu - Sea Point - Adderley direction indicated kuyo ibhasi 114 Sea Point - Civic Centre Iindlela, iindawo ema kuzo ibhasi, kunye namagama ezikhululo asenokuguquka.
Mo nta g ue Dr
Iindlela zeMyCiTi ezintsha nesele zikhona
Ro
Ukuya kwiindawo usebenzisa ibhasi
Ingaba ubusazi?
Amaxesha ohambo
KwiMyCiTi uhlawulela umgama owuhambileyo, akukhathaliseki nokuba mingaphi imizila yendlela oyihambileyo okanye utshintshe kangaphi ukuze uyekufika apho uya khona. Nazi ezinye zeendawo ongaya kuzo kunye namaxabiso asezantsi onokuwahlawula ngokufaka amanqaku eMover kunye nokuhamba ngaphandle kweeyure zikaxakeka, eziphakathi kwentsimbi ye-06:45 – 08:00 neye-16:15 – 17:30, phakathi evekini.
260 Summer Greens – Woodbridge Island
ESummer Greens ukuya eV&A Waterfront
I-arhente kwiZiko leNkcukacha ngezoThutho zifumaneka iyure ezingama 24/7 ukunikezela ngenkcukacha malunga nemizila yeendlela zeMyCiTi, amaxesha okuhamba kunye namaxabiso. Uncedo lufumaneka ngesiNgesi, isiBhulu nesiXhosa kwaye iminxeba ayihlawulelwa xa usebenzisa umnxeba weTelkom. Tsalela umnxeba ku 0800 65 64 63. Yiya ku-www.myciti.org.za kwikhompyutha, itabhlethi okanye i-smartphone ukuze ubone iimephu kunye namaxesha okuhamba, okanye ukubona ezinye iindlela zohambo ongazikhetha usebenzisa isicwangcisi-hambo sethu esilula .
Iintsuku eziphakathi evekini
261 Adderley – Salt River – Omuramba
Iintsuku eziphakathi evekini Amaxesha
Ukuphinda-phinda
Amaxesha
Ukuphinda-phinda
06:08 – 09:08
15 Imizuzu
05:35 – 09:35
10 Imizuzu
09:08 – 15:24
30 Imizuzu
09:35 – 15:30
30 Imizuzu
15:24 – 19:40
15 Imizuzu
15:30 – 18:00
10 Imizuzu
19:40 – 22:10
30 Imizuzu
18:00 – 21:00
30 Imizuzu
NgeMigqibelo, ngeeCawe nangemihla yeeholide zikawonke-wonke
NgeMigqibelo, ngeeCawe nangemihla yeeholide zikawonke-wonke 06:00 – 21:00
30 Imizuzu
260 Woodbridge Island – Summer Greens
Iintsuku eziphakathi evekini Amaxesha
Ukuphinda-phinda
06:00 – 10:00
10 Imizuzu
10:00 – 15:30
30 Imizuzu
15:30 – 18:20
10 Imizuzu
18:20 – 21:20
30 Imizuzu
NgeMigqibelo, ngeeCawe nangemihla yeeholide zikawonke-wonke 06:30 – 21:30
30 Imizuzu
261 Omuramba – Salt River – Adderley
Iintsuku eziphakathi evekini Amaxesha
Ukuphinda-phinda
05:30 – 09:15
15 Imizuzu
09:15 – 16:36
30 Imizuzu
16:36 – 18:36
15 Imizuzu
18:36 – 22:25
30 Imizuzu
NgeMigqibelo, ngeeCawe nangemihla yeeholide zikawonke-wonke 06:10 – 21:10
30 Imizuzu
06:55 – 21:55
30 Imizuzu
262 Century Gate – Century City
Khwela nakweyiphi na indawo emisa kuyo ibhasi kumzila wendlela obizwa- 260 uze wehle eLoxton West. Nqumla indlela uye kwisikhululo saseWoodbridge ubeke ikhadi lakho kwisifundi-makhadi xa ungena kwisikhululo uze uthathe ibhasi ehamba kumzila obizwaT01 oya eWaterfront, nodlula eCivic Centre.
Umgama: 10-20km Ixabiso: R8.80
Umgama: 5-10km Ixabiso: R6.90
ESalt River ukuya eMbindini weDolophu eKapa
E-Atlantis ukuya eBrooklyn Thatha ibhasi ehamba ku- T02
Qala eBiscuit Mill uze uhambe ngomzila wendlela u- 261 , oya kwisikhululo sase-Adderley, udlule kwindawo emisa iibhasi eGolden Acre nakwisikhululo sikaloliwe. Umgama: 0-5km Ixabiso: R5.50
EDu Noon ukuya eCentury City Khwela kwisikhululo saseDu Noon uze uthathe ibhasi ehamba ku- T04 eya kwisikhululo saseCentury City.
Iintsuku eziphakathi evekini Amaxesha
Ukuphinda-phinda
05:30 – 09:30
20 Imizuzu
09:30 – 15:30
40 Imizuzu
15:30 – 17:50
20 Imizuzu
17:50 – 21:10
40 Imizuzu
ukusuka kwisikhululo saseAtlantis ukuya e-Omuramba uze utshintshele kumzila u- 261 , ehamba ngaseKoeberg Road ukuya eBrooklyn. Umgama: 40-50km Ixabiso: R13.70 Ingcebiso: Ukuba ngaba uhamba lo mgama okanye ngaphezulu yonke imihla, umele ucinge ngokufaka ipakeji yenyanga eyi-R530, nequka iihambo ezimbini yonke imihla.
Iiseshoni zokunika inkcukacha kuluntu Yiba kunye nathi kwiiseshoni zokunika inkcukacha kuluntu nalapho amagosa ethu azakube esabelana nani ngenkcukacha ezimalunga neendlela ezintsha kwanokuba isebenza njani na inkqubo ye-MyCiTi.
NgeMigqibelo, ngeeCawe nangemihla yeeholide zikawonke-wonke 06:00 – 21:00
45 Imizuzu
262 Century City – Century Gate
Umhla
Indawo
Ixesha
15 Matshi 2016
Sanddrift Baptist Church, 185 Pringle Road
15:00 – 19:00
15 Matshi 2016
Joe Slovo Sport & Recreation Centre, Freedom Way, Joe Slovo Park
15:00 – 19:00
Amaxesha
Ukuphinda-phinda
16 Matshi 2016
KwiHolo yeDolophu eMilnerton, Jansen Street, Milnerton
15:00 – 19:00
05:50 – 09:50
20 Imizuzu
17 Matshi 2016
Brooklyn Library Hall, Koeberg Road, Brooklyn
15:00 – 19:00
09:50 – 15:50
40 Imizuzu
15:50 – 18:10
20 Imizuzu
18:10 – 21:25
40 Imizuzu
Iintsuku eziphakathi evekini
NgeMigqibelo, ngeeCawe nangemihla yeeholide zikawonke-wonke 06:20 – 21:20
45 Imizuzu
22 Matshi 2016 KwiHolo iMultipurpose yaseSherwood Park, 4th Avenue, Sherwood Park
15:00 – 19:00
23 Matshi 2016 KwiHolo yoLuntu yaseSummer Greens, Tinkers Way, Summer Greens
15:00 – 19:00
23 Matshi 2016 KwiHolo yoLuntu yaseRobinvale, Starling Street, Robinvale
15:00 – 19:00
29 Matshi 2016 KwiHolo yoLuntu yaseSaxonsea, Hermes Avenue, Saxonsea
15:00 – 19:00
29 Matshi 2016 KwiHolo yeDolophu eSalt River, 41 Voortrekker Road, Woodstock
15:00 – 19:00
30 Matshi 2016 KwiHolo yoLuntu yase-Avondale, Grosvenor Avenue, Avondale
15:00 – 19:00
MyCiTi Matshi 2016
8
Iindlela zeMyCiTi Denne East
Denne West
Racecourse
Indawo yokumisa ifikeleleka kuphela kwicala elibonisiweyo
T01/T02 Milnerton
Milnerton Lighthouse
Breakwater Nobel Square
Granger Bay
Mouille Point
Surrey
Aquarium Marina
104 GREEN POINT
Wigtown
Upper Portswood
Thibault Square
Foreshore
Castle
Strand
Arthur’s
Irwinton
Sea Point Pool
Clarens
Fresnaye
Leeuwen
Coronation West
T02
Tijgerhof Boundary Madeira Dreyer Narwhal Sheridan Fenwick Conway Coronation
Democracy North
Lower Buitenkant
Michaelis Government Ave
Ludwig’s Garden Brevity Lane
Bantry Bay
TAMBOERSKLOOF
Clifton
107
Lower Camps Bay
Koeël Bay
Dal
Comrie
Fiskaal Houghton Rontree
Prima Platteklip Horak
110
108 Bakoven
GARDENS Upper Kloof
Kloof Nek Lower Tafelberg
Ravensteyn
Lower Reservoir
Welgemeend
Cotswold
CAMPS BAY
Whale Rock
Barley Bay
Atholl
Clifton 3rd Clifton 4th Maiden’s Cove Glen Beach Camps Bay
Quebec
Clifton 2nd
Woodford
St Michael’s
Pella North
Pella South
T04 251
Newlands
Oasis
Estuaries
Soldier Sailors Green Victoria
Waterview Waterford
Canal Walk North
Canal Walk South Grand Canal Bridgeway Century City Rail
Kent
SALT RIVER
Upper Salt River Lawley
102
Balfour
Airport
Coronation East
UPPER WOODSTOCK
Jeff Masemola
Gardenia
Upper Buitenkant De Waal Park
VREDEHOEK
Aliam
D01
Sigwele
Vuyani
D04 D03
St James
101 Charles Mokoena
Pama West
Wexford
Upper Orange
Rayden Molteno Montrose
Marguerite
Gardens
Kerrem Highlands Herzlia Exner
Upper Tafelberg
TABLE MOUNTAIN
Chas Booth
Mfundisweni
KHAYELITSHA
Makabeni Ngcingcu
MITCHELLS PLAIN
Steve Biko
D Nyembe
Susan Khwezi
Ruyteplaats
Oxford Earl
Northshore Fishmarket Atlantic Skipper Hangberg Oceana
Iindawo Zokumisa Iibhasi – Iindawo zokumisa iibhasi zeMyCiTi kunye nezo zinendawo enekhusi, ungazibona ngeepali ezinde. Zineemephu kunye nenkcukacha ezimalunga namaxesha okuhamba, kwakunye nomgangatho olungisiweyo kakuhle ukunceda abo bakhubazeke ngokungaboni. Izikhululo ezinekhusi, zibandakanya izikhanyisi ukongeza kukhuseleko.
Imizamo Yethu Berg-en-Dal
Lancaster
HOUT BAY
Tutu Ncumo West
109
Daphne
Lower Victoria
Iimpawu zeNkqubo
Valley
Imperial
Oscar Mpetha
Dibana
Scott Military Hout Bay
Izikhululo – Izikhululo zibekwe kumbindi wendlela, kwimizila ebomvu ebekelwe bucala ukuba isetyenziswe ziibhasi zeMyCiTi. Oku kunceda ukucutha ixesha lokuhamba kwiindawo apho kukho ukuxinana kumthamo wezithuthi. Izikhululo ezininzi zineevenkilana ezithengisa nezigcwalisa amakhadi e-myconnect, kwaye ezinye zinoomatshini abathengisa amakhadi.
Kapteinsklip
Langeberg
Llandudno
Helgarda
Paulsberg
Mount Rhodes
Pontiac
Mitchells Plain
Snowdon
q N
262
Century City
Oudekraal
LLANDUDNO
Central Park
Sanddrift
Century Gate
D02
106
Rontree
Studio
Sesame
Nazareth
Annandale Van Riebeeck
Belle Ombre
Waterstone
Roodehek
FRESNAYE Lower Kloof
Deerlodge
CENTURY CITY
TIJGERHOF
103
Upper Long
Kloof
Phoenix
Kiwu
Democracy South
SUMMER GREENS
Bosmansdam Emerald
Upper Roodebloem
Dorp
Upper Loop
Bolt Drill
Roeland
Disandt
Queens Beach Koosani
Barron Davison
Mid Long Longmarket Groote Kerk
Church
Marconi
Kunene
CBD
CPUT
Sea Point
Boat Bay
Tramway
Mid Loop
District Six
Graaff’s Pool
The Glen
Cassel
Old Fire Station
Rhine
Firmount
Kei Apple
High Level
105
Albany
London
Russel
Zonnebloem
Camberwell Sea Point High
Skye Way
Montague Gardens
Spencer
Biscuit Mill
Lower Church
Hanover Street
Promenade
Ben Ravenscraig Nevis St Bedes
Potsdam
T04
Circle East Refinery
Salt River Hall
Woodstock
Lower Long
Darling
Ellerslie
Civic Centre
Killarney
Salt River Rail
Paarden Eiland
Adderley
114
Rocklands
Salt River Rail North
Dublin
Lower Loop Riebeeck Alfred
Gallows Hill
Hill
Three Anchor Bay
261
RUGBY
Neptune
The Castle
Lighthouse
Section
Convention Centre
Amsterdam
Stadium
Vrystaat
FORESHORE
T01
MOUILLE POINT
Somerset Hospital
Waterfront Silo
T01/T04
Bitten
Venus Quest Mansfield
Zoarvlei
Waterfront
104 Granger
Woodbridge
DUNOON
Dunoon
Gie Central Earlswood Pinto Gie South
JOE SLOVO PARK Omuramba
Loxton East
Lagoon Beach
Usasaza
Turf Club Gousblom Crassula Zastron
Loxton West
216
Muscadel Merlot
Parklands Main North
Edison
Sunset Beach
T01/T02/T03
VIEW
Oakdale
Charles Piers
First
217
Iindlela, iindawo zokumisa kunye namagama eendawo zokumisa zisengatshintsha.
SEA POINT
St Johns Wood Parklands Main South Echium TABLE Briza
Table View
Wood Central Parklands College
Industrial
Louwtjie Rothman
Namer
Tritonia
Hampstead
Johan Heyns
231
A01
Seal
Link
Wood
Porterfield
Viola
John Dreyer
Charles Johan Heyns North Matthews
Chippenham Dorchester
Ravenswood Parklands Main
Janssens
Shell
Garden
Hamptons Wood North
260
213
Blouberg Rise
Aloe
Charel Uys South Gerwyn Owen
Devonshire
Acacia
Begonia
PARKLANDS Wandsworth EAST 215 Gie North
Woodlands
Humewood Valderrama
214
Stirling
Waterfront
Berzelia
Neil Hare
Nantucket
Sandown
West Beach
Perlemoen
Waterville Braselton
BLOUBERG SANDS
Cabin
Kleinbaai
Azalea
Bottlebrush
Esso
Blaauwberg Hospital
Parklands Secondary
Isikhululo esineenkonzo ze-myconnect
Indawo Emisa Ibhasi
Kerria Primary
Ocean Spirit
Petrus
Losperds
T03
Oakland Hills
Blouberg Sands
De Mist
Bokkombaai
Tryall
Radar
Green
Isikhululo
BIG BAY
Loco
D03 D04
Dahlia
Patrys
Jacana
Malgas
Disa
Charles Duminy Tom Henshilwood
T01
D01 D02
Charel Uys Grosvenor
John Van Niekerk
Grey
262
T02/T03
Royal Ascot
261
Flamingo Park
Starke
Big Bay
237
Curlew Robinvale
ROBINVALE
Waratah
T03
260
Marine
BEACON HILL
Swawel
Alberto
Atlantic Beach Brittlestar
Hol Bay La Paloma Water’s Edge
SHERWOOD
Tortelduif
Wesfleur Hospital
Reygersdal
Colebrook Bengal
Chester East
251
Melkbosch
Melkbosstrand
217 Atlantis - Saxonsea Atlantis - Saxonsea Atlantis - Mamre Atlantis - Mamre Atlantis - Pella Atlantis - Sherwood Atlantis - Robinvale Century City - Montague Gardens Summer Greens - Woodbridge Island Omuramba - Salt River - Adderley Century Gate - Century City Khayelitsha East - Civic Centre Khayelitsha West - Civic Centre Mitchells Plain East - Civic Centre Kapteinsklip - Civic Centre
T03
Atalantes
236 Kolgha
Lagan
ATLANTIS 232a
MELKBOSSTRAND
Robben
Caelian
Carmel Sampson
Gothenburg
232
230
Hoffe South
Sherwood
T02/T03 Riebeeckstrand
Charel Uys North Malvern Arion
Parkview
Upper Mountain
237
Waldeck
Pelican
Brutus
Atlantis
T03
Le Sueur
Raymond
Hoffe North
Fernande Valleyfield Saxonsea Primary Wesfleur Park
Insiswa
Knysna Montezuma
Harrow
DUYNEFONTEIN
Dunker
Montreal
Kemp
Chester West
236
Human
Narcissus Edward
233
Saxonsea Clinic
Goede Hoop
PELLA
Tsitsikamma
Magnet
Kehrweider
Hermes
Popham
235
SAXONSEA
Lisboa
Marine Circle
234a
235
233a
232a Atlantis - Avondale - Protea Park - Atlantis Industria West
234
Silverstream
Mauritius
Hout Bay - Imizamo Yethu - Sea Point - Adderley 110 Table Mountain 114 Sea Point - Civic Centre 213 West Beach - Table View - Sunningdale 214 Marine Circle - Table View - Parklands 215 Sunningdale - Gie Road - Wood Sunningdale - Wood Drive - Wood 217 Melkbosstrand - Big Bay - Table View 230 Duynefontein - Melkbosstrand 231 Atlantis - Atlantis Industria East 232 Atlantis - Avondale - Protea Park - Atlantis Industria West
233a
234a
234
109
233
Frans
Johannes
PM Louw
Pella Central
Goedverwacht Enon
Paradise
T02
Dawn
Dunoon - Table View - Civic Centre - Waterfront Atlantis - Table View - Civic Centre T03 Atlantis - Melkbosstrand - Table View - Omuramba T04 Dunoon - Century City A01 Airport - Civic Centre 101 Vredehoek - Gardens - Civic Centre 102 Salt River Rail - Walmer Estate - Civic Centre 103 Oranjezicht - Gardens - Civic Centre 104 Sea Point - Waterfront - Civic Centre 105 Sea Point - Fresnaye - Civic Centre 106 Camps Bay (ukuya ngasekunene) 107 Civic Centre - Camps Bay (ukuya ngasekhohlo) 108 Hangberg - Sea Point - Adderley T01
Lord Caledon
MAMRE
Crown
Clearwater
Iindlela zeMyCiTi
Ukutshintsha iibhasi – Yophula uhambo lwakho okanye utshintshe umzila wendlela kwizikhululo okanye iindawo zokumisa uze uhlawule ixabiso elinye ngomgama wonke owuhambileyo. Kwiindawo zokumisa iibhasi, beka ikhadi lakho kwisifundi-makhadi xa usohlika ebhasini uze uphinde ulibeke kwakhona kwisifundi-makhadi xa ukhwela ingekapheli imizuzu engama-45. Tshintsha ngaphakathi kwizikhululo ngokwehla kwenye ibhasi uyekukhela kwenyengaphandle kokubeka ikhadi lakho kwisifundi-makhadi.
Spine
Kuyasa
Lindela
Ufikelelo nakubani na – Izikhululo zinomgangatho wokukhwela olungiselelwe izitulo ezinamavili, iinqwelo zabantwana okanye abo baphethe imithwalo. Kwiindawo apho kwakhiwe iindawo zokumisa iibhasi ezisisigxina, iibhasi ziya kukhupha inqwanqwa lokunyathela, ukuqinisekisa ukuba ikumgangatho ofikelelekayo. Kukho iindawo zokuhlala ezilungiselelwe abantu abadala kunye neebhayisikili, kwaye iskateboards neesurfboards zivumelekile ebhasini ngamaxesha angaphandle kwalawo axakekileyo.