Skip to main content

Iso jan 2016

Page 1

DUNOON | JOE SLOVO PARK | WOLVERIVIER | KWA 5 | KILLARNEY GARDENS | MONTAGUE GARDENS | MILNERTON | TABLE VIEW | WITSAND

January 2016 Member of The Association of Independent Publishers Editorial Tel. 084 229 6399 | 021 4222 228 Editorial Address: 85 St. George’s Mall Cape Town.

U

mfana owashiywa ngabazali uzenzele udumo ngeziphumo ezincumisayo ngethuba kukhutshwa iimviwo zebanga leshumi. Emva kokusweleka kwabazali bakhe eMdantsane, uSinoxolo Cotyi ominyaka ili-17 weza e D u n o on wahla l a Kwa 5

USinoxolo Cotyi ephethe iziphumo ezihle azifumene eSinenjongo High phambi kokuba kuhlalelwe uviwo. PHOTO: PETER LUHANGA

Inkedama igqwesile kwibanga leshumi

wafumana isikolo apho ehlala khona nomakazi wakhe.Bephila kwintsokolo egqubayo uCotyi ubonakele okweqhawe njengokuba ebenngomnye wabafundi abaqhube kakuhle kuMzansi uphela efumana iziphumo eziphezulu kwizifundo ezisixhenxe. Umakazi wakhe emxhasa ngepeni ayifumana emvuzweni uzive echulumancile zeziziphumo. “Sihlala ematyotyombeni kwaye kunzima kakhulu kuthi, intsokolo indenze ndazimisela kwimpumelelo kwaye ndiwuthanda umsebenzi wma wesikolo,” uCotyi utsho. Ukuze aphumelele kufuneke ahambe umgama oyi 10km mihla le ukusuka Kwa 5 ukuya kutsho eSinenjongo High eJoe Slovo Park apho aliqhayiya lootishala sithetha nje. “Xa iteksi zisilwa bendiba sengxakini, ndiphoswe sisikolo okanye uthe sele uyifumene iteksi ifumane ulibaziseko endleleni. Lonto indifundise ukuba mandivuke engubeni ukuze ndifike ngethuba esikolweni,” utshiol.

continued in page 3


ISOLABANTU | JANUARY 2016

Isolabantu is a Xhosa/English monthly community newspaper. At Isolabantu we practice ethical journalism, and strive to ensure the free exchange of information that is accurate, fair and thorough. We support the open and civil exchange of views, even views we find repugnant. Managing Editor Peter Luhanga luhangapeter@gmail.com 021 4222 228 084 2296 399 Design and Layout Somtoo Mekowulu 021 422 2228 Physical Address 85 St Georges Mall Nedbank Building, CBD Cape Town, 8000 Publisher IRSI Media SA Pty Ltd.

DISCLAIMER The views and opinions of all contributors, writers and all columnists are not necessarily that of the publishers, editor or employees. While we take every reasonable precaution to deal with only ethical advertisers, neither Isolabantu news nor its publishers, editor or employees are responsible for any loss, harm or damage arising out of or contributed by as a result of any transaction entered into pursuant to any advertisement, advertorial or classified advertisement appearing in this publication. Isolabantu reserves the right to vary, alter or omit any advertisement and will not be held liable for any failure to publish.

Isolabantu subscribes to the South African Press Code that prescribes news that is truthful, accurate, fair and balanced. If we don’t live up to the code you can contact the Press Ombudsman at : 011 484 3612/8 or fax 011 484 3619

2

New Dunoon school enrolling pupils

T

HE 2016 school academic year begun on January 13 in Mzansi. In Dunoon township, several parents seeking to enrol their children at two schools; Sophakama Primary and Dunoon Primary were turned away because the schools are full to capacity and have had a long waiting list. However, one school Silverleaf Primary is accommodating all new enrolments, much to the excitement of the parents. Silverleaf is a temporary name for the school housed in mobile classrooms previously used as a temporary shelter for Sophakama Primary School pupils when the Western Cape Education Department (WCED) was building a state of the art, now complete multimillion rand primary school. When construction of the modern school was complete the mobile classrooms became empty and the WCED planned to remove and use them elsewhere needed but parents in protest prevented the move as the only available schools in the area were full to capacity with most children being left out in the 2015 school academic year.

The parents and volunteer teachers started teaching their children in the mobile classrooms forcing the department to officially open the school and employed qualified teachers. On January 13 the school was absorbing most children enrolling in Grade 1 to 7, who could have, otherwise, been left out in the 2016 school academic year, should the WCED succeeded

enrolled here. At the other two schools (Sophakama Primary and Dunoon Primary) I was told its totally full,” she said. Also excited was Nokhanyo Mzuku, 42, a mom of five children who was there to enrol her six-years-old daughter Mbali Mzuku. “We (parents) are happy cause we have a place to enrol our children ,” said Mzuku.

Mom Nokhanyo Mzuku, with her six-year-old daughter Mbali were very excited to be accepted at Dunoon’s Silverleaf primary having been turned away at two other schools in the township on Wednesday. Photo. Peter Luhanga

in relocating the mobile classrooms. Nomthandazo Pamla went to enrol her six-year-old niece Oyena Njemla at the school having been turned away at Sophakama Primary and Dunoon Primary. “I’m happy that my niece will be

School Governing Body (SGB) acting chairwoman Gloria Gqobo said: “We are promising parents that there will be no child that will be out of school this year.” Reinnette Colyn, the WCED Metro North District circuit

manager was accompanied by Dr Heinie Brand, a director in the district to monitor the situation on the first day of the 2016 school academic year at the school. Colyn said they expected 500 pupils who registered last year in August but only 242 pitched. “Many of the pupils that registered last year very few arrived. Some parents that did not register last year arrived. We have 36 new pupils that arrived that we didn’t know of…we are accommodating them,” said Brand. Colyn confirmed that Sophakama Primary and Dunoon Primary are already fully subscribed as such are unable to accommodate any new pupils. The school’s acting principal Phillip Mbalula said the first day was hectic. “Parents are bringing underaged children. They are bringing four-year-olds which is ridiculous,” said Mbalula. Education MEC Debbie Schaffer said: “Parents who are having difficulties enrolling their child, or have failed to enrol their child should approach the local district office as soon as possible, for assistance with finding a place at a school.”

Isikolo esitsha samkela abafundi abangenandawo

U

nyaka ka 2016 uqale ngemikrozo yabantu ebebefunela abantwana indawo kwizikolo zeli lo Mzansi jikelele. Nase Dunoon ibingawashiywa washiywa ngethuba abazali nabagcini babantwana befuna iindawo eSophakama Primary nase Dunoon Primary apho baye bajikiswa kuba kukho uluhlu olude lwabafundi abalindisiweyo. Kodwa ke okuhle kukuba Silverleaf Primary esandula ukuvulwa ibingxangile ithatha kwa mntwana oziswayo, nto leyo ivuyise uninzi lwabazali. ISilverleaf Primary ligama nje lethutyana lesisikolo nesi zakusebenzisa imobile classrooms ebezifudula zisetyenziswa yi Sophakama Primary School phambi kokuba yakhelwe ubhazabhaza wesikolo lisebe lemfundo nyakenye. Emva kokwakhiwo kwesosikolo isebe lemfundo lafuna ukuzithatha ezomobile classes kodwa abahlali bavuka umnyele banyanzelisa ukuba kuvulwe sikolo simbi apho.

Abazali namavolontiya ootishala baqalisa ukufundisa apho de isebe lemfundo lagoba iphondo laqesha ootishala. Ukuqala ngoJanuwari esisikolo sibhalise phantse wonke umfundi ongafumenaga ndawo kwezinye kumabanga uGrade 1ukuya kuGrade 7. UNomthandazo Pamla ongenise umzala wakhe uOyena Njemla esikolweni bekhangaleka bonwabile emva kokungafumani ndawo kwezinye izikolo. “Ndivuya kakhulu xa umzala wam efumana indawo apha. Kwezinye izikolo kugcwele kwaye sizibonele ngawethu amehlo, “utshilo. Omny obegcoloda yimivuyo ngu Nokhanyo Mzuku, 42, umama wabantwa abahlanu obelapho ukuza kufaka untondo wakhe uMbali Mzuku. “Singabazali sonwabe kakhulu kuba abantwana bethu bafumene indawo kwesisikolo,” utshilo uMzuku. Olibambela sihlalo we School Governing Body (SGB) uGloria Gqobo uthembise abazali

ukuba akusayi kubakho mntwana ungafundiyo eDunoon kulonyaka. “Sisithembiso sethu eso kwaye sizakuqinisekisa ukuba sinikeza imfundo esemgangathweni, “ utshilo. Reinnette Colyn umphathi wesebe lemfundo kwi North District ekhatshwe ngu Dr Heinie Brand, ongumlawuli bakhe bavela bezokuhlola iimeko kwesisikolo bemka bengaxolanga linani labantwana. UColyn uvakalise ukuba bebejonge ukufumana ama 500 abantwana suka bagagana ne 242 kuphela. “Abantwana abaninzi ababhaliswe kunyaka ophelileyo khnage bafike ukusuka apho sifumene abangama 36 abatsha kulonyaka,” utshilo uBrand. UColyn ungqinile ukuba iSophakama Primary ne Dunoon Primary zizele kakhulu kwaye azisakwazi ukuthatha manani matsha. Ibambela nqununu uPhillip Mbalula uthi usuku lokuqala beluxakeke gqitha.

“Abazali basiphathele iintsana ezingaphantsi kweminyaka emihlanu kodwa bayawazi umthetho,” utshilo uMbalula. Umphathiswa wemfundo ephondweni uDebbie Schaffer uthe abazali abasokola ukufumana indawo ezikolweni madibane ne-ofisi zesebe ezikufuphi kubo.

Chair of Silverleaf school governing body Gloria Gqobo with Nomthandazo Pamla with her six-years-old niece Oyena Njemla who were equally excited that space was available to enrol their children after two schools are already full to capacity having a long waiting list. Photo. Peter Luhanga


3

ISOLABANTU | JANUARY 2016

Inkedama igqwesile kwibanga leshumi

from page 1

O

kunye ukuxinana kwamatyotyombe apho kulelokishana yabo bekusenza kubenzima kuye ukufunda eluxolweni, kuye kuvukwe udushe kubantu abanxilileyo. Umculo ongxolayo osuka ezimokolweni ubuqinisekisa ukuba ufunda nzima maxa wonke. Ukanti nemeko yesikolo sabo ebesikwi mobile classes ibithetha ukuba bebengamaxhoba emozulu kumaxa amaninzi. Wenze umbulelo ongazenzisiyo kubanye abafundi ngokuthi benze amaqumrhu okufunda besebenza bonke. Uthi umzamo wabo ubangela akwazi ukufumana ibhasari yokwenza iBSc Forensic Science eUniver-

sity of Cape Town. “Ndithe ndakuva ngeziphumo zam andakholelwa tu kwaphela. Ewe kona bendilinde idistinctions ezintlanu kuphela , isixhenxe sindothusile mpela. Ndothuke ngovuyo,” utshilo. Ucebise abanye abafundi ukuba balandele ekhondweni lakhe lokungatyhafiswa ziimeko ezithile. Uthi xa egqiba ukufundela isidanga sakhe, unqwenela ukuthengela umakazi wakhe nomfo wabo ikhaya elililo abakhuphe kumatyotyombe aKwa 5. “Ndifuna baphile ubomi ubungcono xa ndiphumelele,” utshilo. Inqununu yesikolo iSinenjongo High uKhuselwa Nopote uthe bavuya kakhulu ukuba nom-

Orphan beat all odds to scoop seven distinctions A

N orphaned teen from Mdantsane squatter camp in the rural Eastern Cape proved it is possible to beat the most difficult odds to succeed. After the death of both parents, 17-year-old Sinoxolo Cotyi migrated to Cape Town to stay with his aunt who lives in squalor at Kwa 5 squatter camp adjacent to Dunoon township near Milnerton. With his aunt working as a domestic worker in Table View, Cotyi surmounted extreme poverty conditions beating all odds against him emerging one of the best in Mzansi’s 2015 matric exams scooping seven distinctions! His aunt never got to apply for foster care child support grant provided for him with her meagre domestic earnings. “Living in squalid conditions

in a squatter camp… the poverty in the area… that is seriously hard to live was my driving force to work hard in school,” said Cotyi. He had to overcome public transport nightmares to get to school at Sinenjongo High in Joe Slovo Park township 10-kilometres away from Kwa 5 squatter camp. “Taxi bosses strike would impact me to go to school. I would miss classes depending on the duration of the strike. Sometimes taxis would get stuck in traffic during peak hour and I would get to school late. You really had to wake up very early to make for school,” he said. He said because the shacks made of zinc were closely together it made it difficult to study at home as even when neighbours quarrelled it would seem as if they were quarrelling right inside his home. Shebeens were also all over the place playing loud music 24-hours making it difficult for

fundi ogqwese njengo Sinoxolo. “USinoxolo ubeke isikolo sethu esithatheni,” uNopote utsho. Ubulele ootishala nomakazi baka Sinoxolo ngokumnqwanqwada. “Ukuze umfundi afumene iziphumo ezinje kufuneke intsebenziswa kumntu wonke

obandakanyekayo. Ndithi mazenethole ku Sinoxolo, umakazi wakhe nootishala bakhe. Kusetyenzwe nangempelaveki apho, oku kukuzimisela okumantla,” utshilo. Naye uthe uvuyiswa ligalelo lakho ekukhupheni izityudaka kulelokishi ikwimo emaxongo.

“Oko ndafika apha eSinenjongo ngo 2010 ndenza isiqinisekiso sokuba omnyama ufumana ithuba lokuya edyunivesithi. Abanye bayagqibezela ngoku ukanti abanye sele besebenza ngoku,”uqhayise watsho.

BSc degree, he said he wants to get his aunt and his 12-year-old brother out of poverty and get them out of the squalid conditions at Kwa 5 squatter camp and provide them better upper class living conditions. “I want to give my aunt and brother standard living conditions as opposed to what we have now,” he said. School Principal at Sinenjongo High Khuselwa Nopote said her school was grateful Sinoxolo outstanding performance. “He (Sinoxolo) has put our school on the map,” said Nopote. She said she was also grateful to her teachers and parents. “To get a learner get seven distinctions its a lot of work on the teacher they sacrifice their time after normal workings hours and on weekends when they are supposed to spend time with their families,” she said. She said she was grateful that she was making a difference in a dysfunctional township and

sending pupils to universities. “Since 2010 when I came to Sinejongo I have ensure that a black child is given an opportunity to go to university. Some of learners are doing third year and second year at universities some have already graduated,” she boasted.

Orphan teen Sinoxolo Cotyi relaxes in the one bedroom shack he shares with his aunt and his 12 year old brother. Photo. Peter Luhanga

him to study. He said his school was also housed in mobile classrooms which were extremely hot in summer and extremely cold in winter not conducive for learning. He thanked study groups established at the school saying they were the reason he achieved seven distinctions securing him a bursary and a place to study a BSc degree in forensic science at the prestigious University of Cape Town. “When I heard about my results (matric) I was very shocked. I expected to get distinctions my initial goal was to get atleast five distinctions. When I got seven distinctions I was so shocked and happy. Even if I wanted it I didn’t expect it. I was so overwhelmed… I said oh my world!” he said. He advised other poverty stricken youths to emulate his hard working spirit and nothing was unconquerable. When he finish studying for his


ISOLABANTU | JANUARY 2016

4

Asanda beat odds to achieve success By AYATOLAH SEPTEMBER

A

sanda Magoda (18) from Makhaza in Khayelitsha, Cape Town used to go to school on empty stomach. But that didn’t stand in her way of achieving her dreams, instead it made her to work even harder. On January 12, the 18-year-old former Centre of Science and Technology matric pupil was awarded by the Western Cape provincial government for her outstanding work in her year of matric. The award ceremony was held at Premier Helen Zille’s home in Cape Town on January 12. Basic Education Minister, Angie Motshekga was among the delegates who attended the award ceremony of 50 top matric achievers in 2015.

Asanda told Isolabantu she was excited about her achievement. “I am happy that my hard work has paid off.” She added: “There were challenges but I had to do everything I can to pass. I knew that I was the one who can get my family out of poverty and I could only do that by working extra hard. I had to come from school and help with house chores. I couldn’t study during the day because of the noise outside; I had to wait for everyone to sleep so I can be able to study in peace.” “My father died three years ago and my mum works as a domestic worker and doesn’t make a lot of money. That is one of the things that motivated me to study harder.” She has since been offered a bursary to study medicine at Wits University.

She leaves the mother city at the end of the month. Asanda’s mum, Nomfundo Magoda (47) said she was proud of her daughter. “I am very proud of her, I wasn’t expecting this at all from her. She’s a very quiet person and don’t like to talk much. Even when she went to school with an empty stomach, she kept on pushing and dint let her situation affect her studies.” Motshekga congratulated the Western Cape province for its achievement. “I would like to say a very good job well done to the province. I appreciate the work you are doing, not only for the province but for the whole nation. I would really love to associate myself with success. The Western Cape province has set out a bench mark for all of us.”

Khayelitsha’s Makhaza resident is one of 2015 matric top achiever she got a bursary to study Medicine at Wits University. Photo. Peter Luhanga

Uphumelele emagqabini u-Asanda AYATOLAH SEPTEMBER

U

mfundi wase Makhaza u-Asanda Magoda (18) uphumelele emagqibini emva kokufunda iincwadi eqamele ngendlala. Lenzwakazi ayivumelanga iimeko zayo ziyityhafise koko iqule yaligangatha yaze yangomnye wabagqwesileyo eNtshona Koloni. Lomfundi wase Centre of Science and Technology (Cosat) unconywe kakhulu yinkulumbuso yephondo uHelen Zille ngethuba kubanjwe umsitho wokuwongwa kwabafundi kutshanje. Umphathiswa wemfundo esezantsi u-Angie Motshekga ebengomnye wezitatanyiswa ebezizimase elitheko beliwonga malunga namashumi amahlanu abafundi abagqwesileyo ephondweni kunyak ka 2015. Ethetha ne Solabantu u-Asanda usixelele ukuba uchulumance kakhulu yilempumelelo yakhe. “Ndivuya kakhulu kuba ndisebenze nzima kakhulu,” utshilo. Wongeze ngelithi:” “Ibimininzi imiceli mingeni kodwa ndenze kangangoko ukuba mandiphumelele. Bendisazi ukuba ndingakwazi uku-

khupha usapho lwam entsokolweni ukuba ndingasebenza nzima. Bekungelula kuba bekufuneka ndibuye esikolweni ndize ndijongane nomsebenzi wasekhaya. Ukufunda bekuphazanyiswa nayingxolo eyenzekayo ekuhlaleni, amaxesha amaninzi bendifunda xa wonke umntu elele.” “Utata wam wasweleka kwiminyaka emithathu eyadlulayo ngoku sijongwe ngumama osebenza emakhitshini.Yiyo ke into endityhalele ekubeni ndisebenze nzima.” Ngoku uye wababalwa ngokufumana isithuba sokufundela ubugqirha eWits University ntoleyo imvuyisa kakhulu. Umama wakhe uNomfundo Magoda (47) uvuya kakhulu yimpumelelo yentombi yakhe. “Andinamazwi, khange ndiyicinge tu le into. Ngumntu othule kakhulu, ongathandi kuthetha. Nakubeni ebesiya esikolweni elambile maxa wambi khange avumele lonto imtyhafise.” UMotshekga uncome iphondo leNtshona Koloni ngempumelelo yalo, “Ndiyalincoma eliphondo ngomsebenzi omhle eliwenzileyo. Intle kakhulu lento kwaye niyenzele isizwe sonke. Eliphondo ndilothulela umnqwazi, maz’enetholo.”

Western Cape Premier Helen Zille and Education MEC Debbie Schaffer congratulates Asanda Magonda awarding her aR6000 cheque for getting the highest mark in isiXhosa home language. Photo. Peter Luhanga


5

ISOLABANTU | JANUARY 2016

Silulo donates mattresses to christmas shack fire victims

Kwa 5 christmas shack victims, Fundiswa Sonqayi, Fikile Magoso, Bongelwa Maqutwa, were excited after receiving a mattress donation from Silulo. Photo. Peter Luhanga

PETER LUHANGA

A

total of 24 people were left devastated after a fire completely destroyed their homes in Kwa 5 Squatter Camp on Christmas day. “We celebrated christmas nicely. I was in Dunoon had lunch

with family. When I came back I found my shack in flames,” said Fundiswa Sonqayi, 37. The mother of three children aged four 11 and 15, lost all her treasured possessions in the devastating shack blaze. Fikile Magoso, 28, a mother of three children also lost everything. “I’m still struggling. Dont have

food. Dont have money to go and apply for another Id,” said Magoso. Now struggling to rebuild their lives from a scratch the fire victims were excited on Tuesday, January 19 when Silulo Ulutho Technologies an accredited computer training academy, donated mattresses to all the fire victims.

The Acadamey’s director Luvuyo Rani said it was overwhelming to seeing the fire victims’ excitement after their donation. “We will increase our interaction with corporate companies to increase our help in communities,” said Luvuyo. Rani said Silulo approached companies to fund students

school fees at the academy and 10 students have benefited from the bursary. “The company was happy with the performance of the students so they donated mattresses to us to donate to a kasi of our choice so we chose Kwa 5,” he said.

ISilulo inikeze ngomatrasi kumaxhoba omlilo PETER LUHANGA

M

alunga nama 24 abantu ebashiyeke bengenanto ngenxa yokutshelwa kwabo zizindlu ngeKresmesi Kwa 5 bafumene uncedo kwinkampani yezonxibelelwano uSilulo. “Sasigqibo ukubhiyozela iKresmesi nosapho e Dunoon. Xa ndandibuya ndaqwalasela ngodano ukuba indlu yayisitha,” uFundiswa Sonqayi, ominyaka ingama 37 uchazele Isolabantu intlungu yakhe. Lo mama wabantwana abathathu uthi yonke into awayenayo yatsha yangqungqa ngalomnini ibuhlungu. UFikile Magoso ominyaka ingama 28, naye ezele isithathu sabantwana uthi waphulukana

nako konke okwakhe.. “Ndisasokola nangoku. Andinakutya, namali kwaye kusafuneka ndenze isicelo sesazisi,” uMagoso uyayicacisa. Ngethuba besazama ukwakha ubomi babo ngokutsha ,lamaxhoba omlilo avuyiswe kukugaleleka ngoLwesibini kwaba kwa Silulo Ulutho Technologies beze kuphisa ngoomatrasi kuwo onke amaxhoba. Umphathi walenkampani uLuvuyo Rani uthi ibakhathazile into yalo mlilo kodwa bavuyile besakubona imigcobo ebusweni babo xa befumana ezimatrasi. “Siza kuzama ukuthetha neenkampani ukuba zizame ukuncedisa ngoku ngakumbi kwimeko ezinje,” uLuvuyo utshilo. Walekele ngelithi basandula ukuthetha namashishini aliqela ukuba anike abafundi abalishumi iibhasari.

“Lenkampani isincede apha ngomatrasi yenye esiseben-

zisana nayo kumcimbi webhasari.Sibone kulungile ukuba

sinike abahlali ba Kwa 5 uncedo,”” utshilo.

Ukusuka ekhohlo uceba we ANC uLubabalo Makeleni, nomlawuli we Silulo eDunoon uMaxwell Miselo, ixhoba lomlilo uNdyebo Rabe nomphathi we Silulo uLuvuyo Rani kunikezelo zingubo. Photo. Peter Luhanga


ISOLABANTU | JANUARY 2016

6

Iintloko zenkomo zibenzela ingeniso Umhlali wase Dunoon uSibongile Mdaka uthanda kakhulu ukuxhasa ishishini lika Enock no Matwewu nalapha aziwa ngokuthenga impumlo yenkomo rhoqo

Photo. Peter Luhanga

Abathengisi bentloko zenkomo uEnock Muyambo no Matewu Moyana ubabona besenza abadume ngayo ukuze bondle iintsapho zabo.

Photo. Peter Luhanga

ISOLABANTU REPORTER

W

ofika bebile besoma bexhaxha iintloko zenkomo besondla intaphane yoluntu lwase Dunoon. U-Enock Muyambo no Matewu Moyana baqhuba ishishini lokuthengisa iintloko

zenkomo kwaye lithandwa kakhulu ngabantu. Okwenza imihlali eluntwini kukuba ezintloko zenkomo zikhutshwe amathambo kwaye zicocekile. Bambi bayithenga ikrwada baziphekele emakhayeni abo abanye bathanda isityu seqadidi eshoqololo ephekwa

ngalamadoda. Ezingwenya zimbini zifihle intloko eBhekhela emva kokuba baleka indlala egqubayo ekhayeni labo eMozambique ngowe 2011 bagaleleka eMzansi ngelokuqala ubomi obutsha. Baqhayisa ngelokuba bona abathathi msebenzi wabe-

mi boMzansi koko balandela ikhwelo lalowo wayengumomngameli uThabo Mbeki elithi “vuk’ uzenzele”. Iphephandaba lakho Isolabantu lidlene nabo indlebe kwivenkilana yabo ezinze kwikona yeUsasadza ne Mnandi Streets. Bexhobe ngezinkempe ezibukhali basibonise indlela abawasusa ngayo amathambo kwintloko yenkomo leyo. Baye bathenge malunga nesixhenxe seentloko kumfama othile wase Malmesbury - ezintloko zishiyana ngobukhulu nangamaxabiso.Baye benze ingeniso engephi kodwa bathi isusa ikati eziko. “Siyakwazi ukuthumela abantwana esikolweni sondle neentsapho zethu ngalomsebenzi,” utsho u-Enock esosula ukubila. “Sifuna ukuqhubeka nelishishini mhlawumbi side sitheng-

ise nezinye izinto ezithandwayo ekuhlaleni, kodwa sonwabile okwangoku,” wongeza atsho uMatewu eqhayisa ngelokuba bazincushe kwintloko zeenkomo. Umhlali wase Dunoon uSibongile Mdaka othengisa iziqhamo nemifuno uvakalise uthando lwakhe ngalenyama yeentloko zenkomo. “Bapheka kamnandi gqitha kwaye bacocekile, soloko besinika inyama enomsoco. Xa ufuna inyama ebomvu kumele uyifumana isentsha. Mna ndenza ngayo ibrakfesi nedinala, ndiyathanda gqitha inyama yenkomo,”utshilo uMdaka osebenzela kude kufuphi nesisibini. “Ndizithanda kakhulu iimpumlo zenkomo nomsophu wabo unencasa kakhulu,” utshilo uMdaka ebaqhwabela izandla.

R1m in re-establishing the science centre from Canal Walk in Century City to Observatory. Cape Town Science Centre is an educational facility that uses effective methods to teach science, technology, mathematics and engineering. SAP’s Government Relations Director Sunil Geness said the Africa Code Week youth ambassador award recognises young girls for their enthusiasm in embracing coding as a critical skill set, encouraging them to hone their skills in computer programming and empowering more girls to follow the same path. Genesis said Esihle in her capacity as Africa Code Week youth ambassador will be responsible in promoting Africa Code Week 2016. “She is an inspiration to others and will serve as a role model to ensure that as many children from disadvantaged areas participate in the 2016 Africa Code Week. We will involve Eishle in many activities with her school calendar allowing,” said Geness. Cape Town Science Centre Director Julie Cleverdon said the

2015 Africa Code Week targeted 200 pupils but got 800 and targeted 150 teachers and got 300 all in less than one week! “Its just goes to show that there is hunger for coding skills. We could have taken more but we did not have the capacity,” said Cleverdon. She said the 2016 Africa Code Week will take place from October 15 to the 23rd. “We should really have youth ambassadors because peer to peer relationships are powerful and we want lots of coding activists out there because it is an incredible 2016 skill,” she said. Esihle’s mother Natasha was lost for words. “I’m excited. With Esihle…it was bound to happen soon or later. She has been a shining star since pre school days,” said Natasha.

Dunoon teen becomes a computer software coding ambassador

From left: Esihle’s mother Natasha Yakwana; Esihle, Cape Town Science Centre Director Julie Cleverdon and SAP’s Government Relations Director Sunil Geness celebrating Esihle’s award. Photo. Peter Luhanga

ISOLABANTU REPORTER

A

CAPE TOWN teenager’s enthusiasm in learning and embracing soft ware coding, earned her a prestigious award, becoming the first Africa Code Week Youth Ambassador on the African continent! The 13-year-old girl from

Dunoon township near Milnerton Esihle Yokwana, who is in grade 8 at Bloubergrant High School in Bloubergstrand was presented with her award and prize—a brand new computer with access to the internet on Tuesday, January 19 after participating in 2015 Africa Code Week which run in June last year.

Africa Code Week is a joint initiative by Systems Applications and Products (SAP) and the Cape Town Science Centre. SAP which boasts that it is a leading market leader in enterprise application soft ware at the centre of business and technology revolution is a major sponsor of the Cape Town Science Centre having contributed over

Esihle said: “I’m excited and overjoyed. I cant explain my feelings. I’m going to use the computer for my school projects and for coding computer soft ware,” she said.


7

ISOLABANTU | JANUARY 2016

MyCiTi buses going green T These current MyCiTi buses that uses diesel contribute to greenhouse gas emissions with may of them on the road. Thus the City is set to procure electric buses to cut on these unacceptable greenhouse emissions. Photo. Peter Luhanga

He said also on the cards being considered, is electric doubledecker buses for longer distance trips as they have more seating. He said Cities around the world will soon reach a point where alternative fuel for public transport is no longer a choice but a prerequisite, and as such the

HE City is going green on myCiTi buses! This is because the City wants to reduce local greenhouse gas emissions and enhance resilience to climate change. The City of Cape Town announced that it is issuing a tender for the procurement of electric buses for the MyCiTi service. Transport for Cape Town May-

oral Committee Member Brett Herron said since the inception of the bus service in May 2010, it has significantly improved Capetonians quality of life through access to affordable, decent and safe public transport. So far, about 38,5 million passenger journeys have been recorded on the MyCiTi service with a total number of 1,531,418 passenger journeys

for the month of November 2015 alone. “As we extend the footprint of the MyCiTi service across the city, we also have a responsibility to lower our carbon emissions and the impact of pollution on the urban environment,” said Herron. Thus, Herron said a tender for the procurement of a fleet of 12-metre electric buses is due to be advertised by the first

City decided to expand its current fleet of diesel buses with electric buses. He said the City will be the first municipality in the country to benefit from the latest alternative fuel technology and the first in Africa to use electric buses for public transport, if

everything went according to plan. “This is another step towards affirming our commitment to the Compact of Mayors and strengthening our pledge to reduce local greenhouse gas emissions and enhance resilience to climate change,” he said.

He said the City will also save operational costs for running electric buses as they are significantly lower not only in terms of fuel, but also in relation to maintenance as they have fewer parts to service. The electric buses initiative directly supported the City’s

week of next month. This tender specifies that the electric buses should be able to travel at least 250 km in traffic before the batteries need recharging. Apart from the buses, the successful bidder will also have to provide the City with the charging stations for the buses and the necessary training for the bus drivers and mechanical engineers.

commitment to the Paris Pledge for Action at COP21 and as member of the C40 Cities to take progressive action and lead the way in reducing energy consumption and emissions.


S P O R Cavin honest T January 2016

about Chiefs heist

P

latinum Stars coach Cavin Johnson was candidly honest about his side’s last-gasp heist on Sunday, January 24 as they ended a five match winless streak in the Premier Soccer League by beating Kaizer Chiefs 2-1 at the Cape Town Stadium. “I think we stole it against Kaizer Chiefs, the biggest brand in football in the country. Both teams played well in the first half, we weren’t as good as in the second. They had our backs to the wall and when they come at you like that you have to make some changes. Luck also plays a big role in football. You make the correct changes, the players sitting on the bench are reading the game in the right way and you bring them on and you win,” said Johnson, making the game sound rather simple Substitute Eleazar Rodgers came on for Bonginkosi Ntuli, who struck the Chiefs woodwork twice, and netted both goals, first from a counter at-

tack and the second with a rebound from a free kick. “We burgled it but we are happy to go home with the three points. Chiefs missed a sitter in the last 30 seconds and you must give them credit that they kept attacking to the last. But I also must give my team credit because we have lost in similar situations before this season. “In three games ages this season we’ve had the lead and let it slip. We were 2-0 up against Mpumalanga Black Aces and they scored in the 93rd and 95th minute (in October). Last week Free State Stars stole it from us late and Maritzburg previously too. For us there has been a mental block that we have tried to get over all the time and credit to the players that they now seem to have got over it,” added Johnson.

~ Source: Supersport.

WELCOME TO


Turn static files into dynamic content formats.

Create a flipbook
Iso jan 2016 by Iliso Labantu, the people's eye News - Issuu